Kuwe
๐ต 967 characters
โฑ๏ธ 3:40 duration
๐ ID: 10013562
๐ Lyrics
Oooh, wee oh wee
Babeee
Mamela Nomthandazo
Sendim' lo way'zolo
Andika shintshi ingqondo
Ndisaphambene kumna nguwe
Kavele ndi'range' ngaphandle kwakho
Soze ndisuke mna eqaleni lakho
Mihla nemini nditsho hoxo
Ndazidla ngawe
Ooh ind'bumbela igama elingapheli eyi
Uthando lwethu laske lungapheli
Inzama ke lendawo qhowa elihle
Nikela kuwe (kuwe)
Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ร3
Nikela kuwe (kuwe)
Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ร3
Mna ndonke
January Decenber ndifuna ukuba nawe
Soze nd'lale ngalon'ithuba lam'
Ndizawuthi ngake mna lapha kuweร2
Kuwe, andisoze ndikwazi uk'phila ngaphandle kwakho
Ndizawu fela kuwe ntombi yam'
Ndizawuphelela kweli gciyazana mna
Mna ndonke
REPEAT CHORUS
Ubomi bam'
Mamela Nomthandazo
Sendim' lo way'zolo
Andika shintshi ingqondo
Ndisaphambene kumna ngawe
Ndiyekele ndihambeee
Ohh ngaphandle kwakho(kwakho)
Ndingasangana ntomb'yami
Kwezinsuku ndingaphambana
Ndicela ixesha(ixesha)
Ndicela utate nawe
Ntombi yam' nguwe endimthandayo
Yeeah eey...
Babeee
Mamela Nomthandazo
Sendim' lo way'zolo
Andika shintshi ingqondo
Ndisaphambene kumna nguwe
Kavele ndi'range' ngaphandle kwakho
Soze ndisuke mna eqaleni lakho
Mihla nemini nditsho hoxo
Ndazidla ngawe
Ooh ind'bumbela igama elingapheli eyi
Uthando lwethu laske lungapheli
Inzama ke lendawo qhowa elihle
Nikela kuwe (kuwe)
Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ร3
Nikela kuwe (kuwe)
Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ร3
Mna ndonke
January Decenber ndifuna ukuba nawe
Soze nd'lale ngalon'ithuba lam'
Ndizawuthi ngake mna lapha kuweร2
Kuwe, andisoze ndikwazi uk'phila ngaphandle kwakho
Ndizawu fela kuwe ntombi yam'
Ndizawuphelela kweli gciyazana mna
Mna ndonke
REPEAT CHORUS
Ubomi bam'
Mamela Nomthandazo
Sendim' lo way'zolo
Andika shintshi ingqondo
Ndisaphambene kumna ngawe
Ndiyekele ndihambeee
Ohh ngaphandle kwakho(kwakho)
Ndingasangana ntomb'yami
Kwezinsuku ndingaphambana
Ndicela ixesha(ixesha)
Ndicela utate nawe
Ntombi yam' nguwe endimthandayo
Yeeah eey...