Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Sondela (feat. Msaki)

๐Ÿ‘ค TRESOR โ€ข ๐ŸŽผ TRESOR Videos โ€ข โฑ๏ธ 4:34
๐ŸŽต 1042 characters
โฑ๏ธ 4:34 duration
๐Ÿ†” ID: 10048964

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndisakufunda
Amazwi akho ambalwa
Ucinga nzulu ndiyakubona
Uyandichaza
Ngezontloni zakho
Nokuzinza kwakho
Ndiyak'verstaana
Uyandazi
Mna ndizthandel'abantu
Ndihleka ndiveze elok'gqibela
Uyandibuka xa ndincokola
Uncumele ngaphakathi
Uyandibona

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela

Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Umenivunja moyo mama kama moto ya Nyiragongo
Wanipa furaha kama mtori kama maji kwenye Sahara
Umeniiba moyo dada baki basi tukae pamoja
Unanitisha ujasiri na mapenzi mi sijaona

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela

Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele
I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh
I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh
I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela

Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela

Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:33.05] Ndisakufunda
[00:34.72] Amazwi akho ambalwa
[00:36.53] Ucinga nzulu ndiyakubona
[00:41.11] Uyandichaza
[00:43.47] Ngezontloni zakho
[00:45.89] Nokuzinza kwakho
[00:47.99] Ndiyak'verstaana
[00:50.39] Uyandazi
[00:52.22] Mna ndizthandel'abantu
[00:54.43] Ndihleka ndiveze elok'gqibela
[00:58.88] Uyandibuka xa ndincokola
[01:03.55] Uncumele ngaphakathi
[01:05.84] Uyandibona
[01:07.90] Sondela kum
[01:10.10] Sondela kum
[01:12.02] Baby sondela kum
[01:14.28] Sukuzibalela
[01:16.86] Unekhaya kum
[01:18.73] Baby unekhaya kum
[01:21.02] Unekhaya kum
[01:23.32] Selikuncumele
[01:26.89]
[01:43.39] Umenivunja moyo mama kama moto ya Nyiragongo
[01:46.27]
[01:51.87] Wanipa furaha kama mtori kama maji kwenye Sahara
[01:55.26]
[02:00.65] Umeniiba moyo dada baki basi tukae pamoja
[02:03.55]
[02:08.64] Unanitisha ujasiri na mapenzi mi sijaona
[02:15.11]
[02:18.31] Sondela kum
[02:20.85] Sondela kum
[02:22.80] Baby sondela kum
[02:25.18] Sukuzibalela
[02:27.56] Unekhaya kum
[02:29.38] Baby unekhaya kum
[02:31.84] Unekhaya kum
[02:33.88] Selikuncumele
[02:36.99]
[02:59.42] I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh
[03:07.45] I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh
[03:10.00]
[03:15.76] I... Just wanted you to know my smile belongs to you oh
[03:23.76]
[03:29.11] Sondela kum
[03:31.25] Sondela kum
[03:32.95] Baby sondela kum
[03:35.43] Sukuzibalela
[03:37.88] Unekhaya kum
[03:39.84] Baby unekhaya kum
[03:42.19] Unekhaya kum
[03:44.32] Selikuncumele
[03:46.84] Sondela kum
[03:49.08] Sondela kum
[03:50.65] Baby sondela kum
[03:53.13] Sukuzibalela
[03:55.53] Unekhaya kum
[03:57.28] Baby unekhaya kum
[03:59.65] Unekhaya kum
[04:01.95] Selikuncumele
[04:03.32]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings