Thixo Bawo
๐ต 901 characters
โฑ๏ธ 3:09 duration
๐ ID: 10436725
๐ Lyrics
Thixo bawo nzulu yenceba
Xeshikweni ndilahleka
Ube kukukhanya
Empilweni yami
Intliziyo idakumbile
Mphefumlo wam waphukile
Zintlungu zesono
Ndiya lila ndithi
Ndibuthathaka ndedwa
Xa ndinawe ndoyisa
Ndibuthathaka ndedwa
Xa ndinawe ndoyisa
Umthwalo wam ndiw'phosa kuwe
Zilingo neziphosiso
Hlamba izono zam
Zenze zibe mhlophe
Lonk' ixesha ndikubiza
Sabela undisindise
Susa iinkathazo
Endleleni yami
Ndotshabalala ndedwa
Ngawe ndiyosindiswa
Ndotshabalala ndedwa
Ngawe ndiyosindiswa
Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)

โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:00.54] Thixo bawo nzulu yenceba
[00:05.88] Xeshikweni ndilahleka
[00:12.04] Ube kukukhanya
[00:17.58] Empilweni yami
[00:22.34] Intliziyo idakumbile
[00:28.14] Mphefumlo wam waphukile
[00:34.29] Zintlungu zesono
[00:39.89] Ndiya lila ndithi
[00:45.16] Ndibuthathaka ndedwa
[00:50.45] Xa ndinawe ndoyisa
[00:56.01] Ndibuthathaka ndedwa
[01:01.24] Xa ndinawe ndoyisa
[01:06.36] Umthwalo wam ndiw'phosa kuwe
[01:12.45] Zilingo neziphosiso
[01:18.85] Hlamba izono zam
[01:24.11] Zenze zibe mhlophe
[01:29.17] Lonk' ixesha ndikubiza
[01:34.71] Sabela undisindise
[01:40.59] Susa iinkathazo
[01:46.36] Endleleni yami
[01:51.49] Ndotshabalala ndedwa
[01:56.78] Ngawe ndiyosindiswa
[02:02.33] Ndotshabalala ndedwa
[02:07.92] Ngawe ndiyosindiswa
[02:13.57] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:18.86] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:24.44] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:30.07] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:35.81] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:41.66] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:46.79] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:52.86] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[02:58.15] Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)
[03:04.24]