Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Nyange Lemihla

๐Ÿ‘ค Betusile โ€ข ๐ŸŽผ Kuphelele โ€ข โฑ๏ธ 4:32
๐ŸŽต 531 characters
โฑ๏ธ 4:32 duration
๐Ÿ†” ID: 10477458

๐Ÿ“œ Lyrics

Nyange lemihla liwa laphakade
Maxhob' ayakhawuleza
Langa lokulunga
Ulinyange limihla
Nyange lemihla liwa laphakade
Maxhob' ayakhawuleza
Ahahah
Langa lokulunga
Ulinyange lemihla
Nyange lemihla
Ungukumkani kwilali zethu
Liwa laphakade
Wena Jehova ungcwele
Maxhob' ayakhawuleza
Langa lokulunga
Langa lokulunga

Sithi ngqongqoshe Kumkani maxhob' ayakhawuleza
Sithi ungcwele sonini nanini ufanele ukubongwa
Sithi ngqongqoshe Kumkani maxhob' ayakhawuleza
Ungu Jehova igama lakho ufanelwe kukubongwa

Wena ungwele Jehova

(Back to chorus)

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings