Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

salanabani (13.8.18)

๐Ÿ‘ค Bongeziwe Mabandla โ€ข ๐ŸŽผ iimini โ€ข โฑ๏ธ 4:47
๐ŸŽต 742 characters
โฑ๏ธ 4:47 duration
๐Ÿ†” ID: 10969734

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe?
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ngishiywa nguwe?
Ngabe nguwe lona
Oth'funa ukuhamba
Uyayazukuba andiphili Ngaphandle kwakho.
Uthi ndenzenjani
Xa konke kuphelile?
Ulithatha iphupha lami
Khawundixelele
Ndikwenzeni na?
Bendizama ukubonisa'uthando lwami.
Masinganikezeli
Emva konke sidlule kuko
Ntliziyo yami
Ndayinika wena
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Kutheni undibulala?
Ufun'undibulala
Wen' undibulala
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala
Kutheni undibulala?
Ufun'undibulala
Wen' undibulala
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:17.52] Ndosala nobani
[00:24.73] Xa ndishiywa nguwe?
[00:28.52] Xa ndishiywa nguwe?
[00:33.88] Ndosala nobani
[00:41.40] Xa ndishiywa nguwe?
[00:45.39] Xa ndishiywa nguwe
[00:50.49] Ndosala nobani
[00:57.63] Xa ndishiywa nguwe?
[01:01.84] Xa ngishiywa nguwe?
[01:07.78] Ngabe nguwe lona
[01:10.75] Oth'funa ukuhamba
[01:15.44] Uyayazukuba andiphili Ngaphandle kwakho.
[01:23.90] Uthi ndenzenjani
[01:27.99] Xa konke kuphelile?
[01:32.12] Ulithatha iphupha lami
[01:40.49] Khawundixelele
[01:44.36] Ndikwenzeni na?
[01:48.63] Bendizama ukubonisa'uthando lwami.
[01:56.92] Masinganikezeli
[02:00.32] Emva konke sidlule kuko
[02:05.19] Ntliziyo yami
[02:09.38] Ndayinika wena
[02:13.36] Ndosala nobani
[02:20.55] Xa ndishiywa nguwe?
[02:24.52] Xa ndishiywa nguwe
[02:29.65] Ndosala nobani
[02:37.10] Xa ndishiywa nguwe?
[02:41.18] Xa ndishiywa nguwe
[02:46.76] Kutheni undibulala?
[02:53.49] Ufun'undibulala
[02:57.84] Wen' undibulala
[03:02.98] Musa ukundibulala
[03:10.03] Ufun'undibulala
[03:14.05] Sukundibulala
[03:19.46] Kutheni undibulala?
[03:26.62] Ufun'undibulala
[03:30.65] Wen' undibulala
[03:35.75] Musa ukundibulala
[03:43.13] Ufun'undibulala
[03:47.49] Sukundibulala
[04:10.44]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings