Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Eloyi Lamasabathani

๐Ÿ‘ค Brenda Fassie โ€ข ๐ŸŽผ Umuntu Ngumuntu Ngabantu โ€ข โฑ๏ธ 4:20
๐ŸŽต 1312 characters
โฑ๏ธ 4:20 duration
๐Ÿ†” ID: 11204962

๐Ÿ“œ Lyrics

Eloyi lamasabathani
Ayabizwa
Amagama angcwele
(Ayabizw 'amagamangcwele)
Ayabizwa magama angcwele
(Ayabizw'amagamangcwele)
Elkho elakhalo likhona
(Elam elakh 'olam likhona)
Elami likhona
(Elam elakh'olam likhona)
Hay mama kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
He le le amanxeb 'ezandleni
Kuyobamnandi mna ndihleze ndinojesu
Ewe amanxeb'ezandleni
Eloyi lamasabathani
Ayabizw'amagamangcwele
(Ayabizw'amagamangcwele)
Ayabizw'amagamangcwele
(Ayabizw'amagamangcwele)
Ewe kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
Ewe amanxeb 'ezandleni
Kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
Ewe amanx 'ezandleni
Ewe kuyobamnandi
Ewe mna ndihleze ndinojesu
Ewe amanx'ezandleni
Kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
Hay mama amanxeb'ezandleni
(Elam likhona)Elami
(Elami likhona)Elami
(Elami likhona)Elamilikhona
(Elami likhona)Elami
(Elami likhona)Elami
(Elami likhona)Elamilikhona
(Elami likhona)
Elami
Elami
Elami
Elamilikhona
Elami
Elami
Elami
Elamilikhona
Hay mama kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
Hay yhoo amanxeb'ezandleni
Kuyobamnandi
He le le mna ndihleze ndinojesu
Hay ma amanxeb'ezandleni
Ayabizwa hay bo ayabizwa
Hay bo ayabizwa ayabizw'amagamangcwele
Ayabizwa heee ayabizwa
He le le ayabizwa ayabizw'amagamangcwele
Kuyobamnandi mna ndihleze ndinojesu
He amanxeb'ezandleni kuyobamnandi
Mna ndihleze ndinojesu
He le le amanxeb'ezandleni

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings