Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Nomvula

๐Ÿ‘ค Freshlyground โ€ข ๐ŸŽผ Jika Jika โ€ข โฑ๏ธ 3:43
๐ŸŽต 768 characters
โฑ๏ธ 3:43 duration
๐Ÿ†” ID: 11220756

๐Ÿ“œ Lyrics

Sondela, mhlobo wam
Nali ibali elide, apho kwaqala khona inkathazo, zo, zo
Sasibathathu kumama wam, ndingowesbini ke mna, umafungwashe katata
Ubhut' Doc Nceba Mahola
Ndakhuliswa nguyise wam, owaswelekelwa esemtsha
Ngudarly wakhe, umama wam uedith Nomvula Thomas Mahola
Zang' alile uyise wam mhla kwakufihlwa umzimba wesithandwa seminyaka
Edon Bosco Kwazakhele, 4 rooms, with a dining-room table ebhayi
Zange balile nabathathu ecamb' kwengcwaba lakhe
Zandl' ezincinci zalahl' uthuth' eluthuthweni singasazi nesizathu
Tyhini na bethuna usishiyil' usis' Nono, usishiyil' usis' Nono
Hayini, azange sayibona intombi enje yakhuliswa yindoda
Dlamini, abazange bayibona intombi enje yakhuliswa yindoda
Sondela, mhlobo wam
Nali ibali elide; apho kwaqala khona inkathazo, zo, zo

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:20.14] Sondela, mhlobo wam
[00:24.19] Nali ibali elide, apho kwaqala khona inkathazo, zo, zo
[00:38.17] Sasibathathu kumama wam, ndingowesbini ke mna, umafungwashe katata
[00:48.08] Ubhut' Doc Nceba Mahola
[01:03.68] Ndakhuliswa nguyise wam, owaswelekelwa esemtsha
[01:10.50] Ngudarly wakhe, umama wam uedith Nomvula Thomas Mahola
[01:45.73] Zang' alile uyise wam mhla kwakufihlwa umzimba wesithandwa seminyaka
[01:55.77] Edon Bosco Kwazakhele, 4 rooms, with a dining-room table ebhayi
[02:03.96] Zange balile nabathathu ecamb' kwengcwaba lakhe
[02:10.76] Zandl' ezincinci zalahl' uthuth' eluthuthweni singasazi nesizathu
[02:16.62] Tyhini na bethuna usishiyil' usis' Nono, usishiyil' usis' Nono
[02:24.54] Hayini, azange sayibona intombi enje yakhuliswa yindoda
[02:45.12] Dlamini, abazange bayibona intombi enje yakhuliswa yindoda
[03:09.97] Sondela, mhlobo wam
[03:13.11] Nali ibali elide; apho kwaqala khona inkathazo, zo, zo
[03:39.25]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings