Hata (feat. Buhlebendalo)
๐ต 1516 characters
โฑ๏ธ 5:05 duration
๐ ID: 11509595
๐ Lyrics
Tshu tshu
Tshu tshu
Tshu tshu
Tshu tshu
Kutshumama
Tshu tshu
Tshu tshu
Kutshumama
Tshu tshu
Tshu tshu
Tshu tshu
Eyi ndivumlilo
Mama mama mam'uyoyika
Mama mama mam'uyoyika mmhhhm
Ubamba amazinyo umama
Xandidel'imaqathango yakhe
Ndifun'ukuzivela
Ubunzulu balomlambo
Umam'uyoyika
Uthi asiviwa ngesandla
Isiziba Siviwa ngodondolo
Ungawel'uzakweyela hata whoo o hata uzakutsha
Ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Lomlambo uzele
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Uthi ndinguzwi lakh'umama
Xandifun'ukuzivela
Ngoba ndivapha kum intshisakalo kodw'umam'uyandinqanda
Sikhal'endlebeni isijwili sika Nozinga
Kodw'umam'iyamsik'inimba
Man'uyanditshisa lomlilo!
Ohh mama ndiyatsha hayi ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Heyii mama ndiyatsha!
Ndiv'umlilo Magaba ndisindwa ngumoya
Uvuselel'igqange lomlilo apho ndinyathela khona
Kusuke kuvuthe Nozinga rhoxisa pholisa
Thithiba ndiyathuthunjelwa andisenalwibhongo lebhongo yhooo ndibhonga
Ndiyatsha mama ndiyatsha
Yhoo
Ndiyatsha mama ndiyatsha
Ndiyatsha mama yhe mama yhe mama ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Tshu tshu Hata Hata
Tshu tshu
Tshu tshu
Tshu tshu
Kutshumama
Tshu tshu
Tshu tshu
Kutshumama
Tshu tshu
Tshu tshu
Tshu tshu
Eyi ndivumlilo
Mama mama mam'uyoyika
Mama mama mam'uyoyika mmhhhm
Ubamba amazinyo umama
Xandidel'imaqathango yakhe
Ndifun'ukuzivela
Ubunzulu balomlambo
Umam'uyoyika
Uthi asiviwa ngesandla
Isiziba Siviwa ngodondolo
Ungawel'uzakweyela hata whoo o hata uzakutsha
Ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Lomlambo uzele
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
Uthi ndinguzwi lakh'umama
Xandifun'ukuzivela
Ngoba ndivapha kum intshisakalo kodw'umam'uyandinqanda
Sikhal'endlebeni isijwili sika Nozinga
Kodw'umam'iyamsik'inimba
Man'uyanditshisa lomlilo!
Ohh mama ndiyatsha hayi ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Tshu tshu tshu ndiyatsha
Heyii mama ndiyatsha!
Ndiv'umlilo Magaba ndisindwa ngumoya
Uvuselel'igqange lomlilo apho ndinyathela khona
Kusuke kuvuthe Nozinga rhoxisa pholisa
Thithiba ndiyathuthunjelwa andisenalwibhongo lebhongo yhooo ndibhonga
Ndiyatsha mama ndiyatsha
Yhoo
Ndiyatsha mama ndiyatsha
Ndiyatsha mama yhe mama yhe mama ndiyatsha
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Libhongo lokuwela mama
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
Tshu tshu Hata Hata
โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:02.10] Tshu tshu
[00:06.16] Tshu tshu
[00:10.10] Tshu tshu
[00:14.09] Tshu tshu
[00:14.76] Kutshumama
[00:17.98] Tshu tshu
[00:21.87] Tshu tshu
[00:22.92] Kutshumama
[00:24.02] Tshu tshu
[00:25.77] Tshu tshu
[00:27.76] Tshu tshu
[00:29.14] Eyi ndivumlilo
[00:35.67] Mama mama mam'uyoyika
[00:39.51] Mama mama mam'uyoyika mmhhhm
[00:47.86] Ubamba amazinyo umama
[00:52.08] Xandidel'imaqathango yakhe
[00:55.86] Ndifun'ukuzivela
[00:59.85] Ubunzulu balomlambo
[01:03.53] Umam'uyoyika
[01:07.54] Uthi asiviwa ngesandla
[01:11.60] Isiziba Siviwa ngodondolo
[01:19.58] Ungawel'uzakweyela hata whoo o hata uzakutsha
[01:33.34] Ndiyatsha
[01:36.29] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[01:40.03] Libhongo lokuwela mama
[01:44.08] Libhongo lokuwela mama
[01:48.01] Lomlambo uzele
[01:50.16] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[01:58.05] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:05.86] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:13.72] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:20.45] Uthi ndinguzwi lakh'umama
[02:24.03] Xandifun'ukuzivela
[02:27.63] Ngoba ndivapha kum intshisakalo kodw'umam'uyandinqanda
[02:35.84] Sikhal'endlebeni isijwili sika Nozinga
[02:43.61] Kodw'umam'iyamsik'inimba
[02:47.80] Man'uyanditshisa lomlilo!
[02:50.91] Ohh mama ndiyatsha hayi ndiyatsha
[02:58.72] Libhongo lokuwela mama
[03:02.73] Libhongo lokuwela mama
[03:06.59] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:10.58] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:14.57] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:18.45] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:21.80] Heyii mama ndiyatsha!
[03:23.53] Ndiv'umlilo Magaba ndisindwa ngumoya
[03:31.24] Uvuselel'igqange lomlilo apho ndinyathela khona
[03:37.76] Kusuke kuvuthe Nozinga rhoxisa pholisa
[03:43.49] Thithiba ndiyathuthunjelwa andisenalwibhongo lebhongo yhooo ndibhonga
[03:56.48] Ndiyatsha mama ndiyatsha
[03:59.40] Yhoo
[04:00.39] Ndiyatsha mama ndiyatsha
[04:03.56] Ndiyatsha mama yhe mama yhe mama ndiyatsha
[04:09.04] Libhongo lokuwela mama
[04:13.49] Libhongo lokuwela mama
[04:17.39] Libhongo lokuwela mama
[04:21.33] Libhongo lokuwela mama
[04:27.30] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:35.26] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:43.19] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:51.17] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:59.29] Tshu tshu Hata Hata
[05:03.75]
[00:06.16] Tshu tshu
[00:10.10] Tshu tshu
[00:14.09] Tshu tshu
[00:14.76] Kutshumama
[00:17.98] Tshu tshu
[00:21.87] Tshu tshu
[00:22.92] Kutshumama
[00:24.02] Tshu tshu
[00:25.77] Tshu tshu
[00:27.76] Tshu tshu
[00:29.14] Eyi ndivumlilo
[00:35.67] Mama mama mam'uyoyika
[00:39.51] Mama mama mam'uyoyika mmhhhm
[00:47.86] Ubamba amazinyo umama
[00:52.08] Xandidel'imaqathango yakhe
[00:55.86] Ndifun'ukuzivela
[00:59.85] Ubunzulu balomlambo
[01:03.53] Umam'uyoyika
[01:07.54] Uthi asiviwa ngesandla
[01:11.60] Isiziba Siviwa ngodondolo
[01:19.58] Ungawel'uzakweyela hata whoo o hata uzakutsha
[01:33.34] Ndiyatsha
[01:36.29] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[01:40.03] Libhongo lokuwela mama
[01:44.08] Libhongo lokuwela mama
[01:48.01] Lomlambo uzele
[01:50.16] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[01:58.05] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:05.86] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:13.72] Ungaweli yhooo uzakweyela yhoo
[02:20.45] Uthi ndinguzwi lakh'umama
[02:24.03] Xandifun'ukuzivela
[02:27.63] Ngoba ndivapha kum intshisakalo kodw'umam'uyandinqanda
[02:35.84] Sikhal'endlebeni isijwili sika Nozinga
[02:43.61] Kodw'umam'iyamsik'inimba
[02:47.80] Man'uyanditshisa lomlilo!
[02:50.91] Ohh mama ndiyatsha hayi ndiyatsha
[02:58.72] Libhongo lokuwela mama
[03:02.73] Libhongo lokuwela mama
[03:06.59] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:10.58] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:14.57] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:18.45] Tshu tshu tshu ndiyatsha
[03:21.80] Heyii mama ndiyatsha!
[03:23.53] Ndiv'umlilo Magaba ndisindwa ngumoya
[03:31.24] Uvuselel'igqange lomlilo apho ndinyathela khona
[03:37.76] Kusuke kuvuthe Nozinga rhoxisa pholisa
[03:43.49] Thithiba ndiyathuthunjelwa andisenalwibhongo lebhongo yhooo ndibhonga
[03:56.48] Ndiyatsha mama ndiyatsha
[03:59.40] Yhoo
[04:00.39] Ndiyatsha mama ndiyatsha
[04:03.56] Ndiyatsha mama yhe mama yhe mama ndiyatsha
[04:09.04] Libhongo lokuwela mama
[04:13.49] Libhongo lokuwela mama
[04:17.39] Libhongo lokuwela mama
[04:21.33] Libhongo lokuwela mama
[04:27.30] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:35.26] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:43.19] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:51.17] Ungaweli yhoo uzakweyela yhoo
[04:59.29] Tshu tshu Hata Hata
[05:03.75]