Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Ndenzel' Uncedo Hymn 377 (Live)

๐Ÿ‘ค Joyous Celebration โ€ข ๐ŸŽผ Joyous Celebration 25 - Still We Rise: Live At The Joburg Theatre (Live) โ€ข โฑ๏ธ 6:29
๐ŸŽต 1627 characters
โฑ๏ธ 6:29 duration
๐Ÿ†” ID: 11726211

๐Ÿ“œ Lyrics

Hlala, ho hlala nami
Lishonil' ilanga
Ubusuku bufikile Nkosi (hhayi)
Mandi, mandingasali
Ndingenay' uMncedi (Nkosi)
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Hlala nami Baba (hlala, ho hlala nami) hlala nami
Lishonile (lishonil' ilanga)
Ubusuku, ubusuku bufikile Nkosi
Baba mandingasali (mandi, mandingasali)
Ndingenay' uMncedi (ndingenay' uMncedi)
Ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')

Hlala nami Baba (hlala, ho hlala nami) hlala nami
Lishonile ilanga (lishonil' ilanga)
Nabu nobusuku, ubusuku bufikile Nkosi
Hayibo mandingasali (mandi, mandingasali) mina
Ndingenaye (ndingenay' uMncedi)
Ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') ndenzele nami
Nkosi ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
Bawo ndiyacela (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') ndicel' uncedo

Uya, uyakhawuleza ngobu bomi bami
Ndiya, ndiyashiwa zezo mhlaba izinto
M'na ndibona inguquleko, inguquleko zodwa
Wena ngayaguquki, yohlala nam'
Tshini ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')

Bawo ndiyacela (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
Usizo lonke luvela kuwe Jehovah (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
Ndifuni uncedwa nguwe (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
Nkosi ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala
Hlala, hlala, hlala, hlala (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
Ah, ndiyacela Bawo (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami

(Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
(Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
Tshini ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:17.11] Hlala, ho hlala nami
[00:23.41] Lishonil' ilanga
[00:30.28] Ubusuku bufikile Nkosi (hhayi)
[00:43.30] Mandi, mandingasali
[00:49.65] Ndingenay' uMncedi (Nkosi)
[00:56.45] Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
[01:07.65] Hlala nami Baba (hlala, ho hlala nami) hlala nami
[01:14.25] Lishonile (lishonil' ilanga)
[01:20.98] Ubusuku, ubusuku bufikile Nkosi
[01:33.12] Baba mandingasali (mandi, mandingasali)
[01:40.32] Ndingenay' uMncedi (ndingenay' uMncedi)
[01:47.03] Ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
[02:00.18] Hlala nami Baba (hlala, ho hlala nami) hlala nami
[02:06.33] Lishonile ilanga (lishonil' ilanga)
[02:12.60] Nabu nobusuku, ubusuku bufikile Nkosi
[02:25.63] Hayibo mandingasali (mandi, mandingasali) mina
[02:32.93] Ndingenaye (ndingenay' uMncedi)
[02:39.38] Ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') ndenzele nami
[02:51.87] Nkosi ndenzele (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[03:04.75] Bawo ndiyacela (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') ndicel' uncedo
[03:20.49] Uya, uyakhawuleza ngobu bomi bami
[03:33.33] Ndiya, ndiyashiwa zezo mhlaba izinto
[03:46.17] M'na ndibona inguquleko, inguquleko zodwa
[03:59.56] Wena ngayaguquki, yohlala nam'
[04:10.35] Tshini ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
[04:23.63] Bawo ndiyacela (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[04:36.35] Usizo lonke luvela kuwe Jehovah (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[04:50.34] Ndifuni uncedwa nguwe (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[05:02.60] Nkosi ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala
[05:12.77] Hlala, hlala, hlala, hlala (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[05:29.07] Ah, ndiyacela Bawo (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam') hlala nami
[05:44.31] (Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
[05:57.48] (Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
[06:09.75] Tshini ndenzel' (ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam')
[06:22.82]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings