Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Musa - Nomkitha

๐Ÿ‘ค Musa โ€ข ๐ŸŽผ Musa Videos โ€ข โฑ๏ธ 4:28
๐ŸŽต 998 characters
โฑ๏ธ 4:28 duration
๐Ÿ†” ID: 11853642

๐Ÿ“œ Lyrics

ndibanjwa luvalo...
xa ndibona wena
andisakwazi nokuzi bamba.
ndincuma kakhulu xa ndibona wena
andali ndiyoyika...
ukuthetha nawe
kodwa Nomkhitha
khand'nik'thuba
ndithethe nawe
Ohhh
ndyak'cela mamela
ngawe ndyaz'fela
ngawe ndyaz'fela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand'okwempela
ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Buyandiphambanisa ubuhle bakho
intliziyo yam igcwelu'thando lwakho
inkomo zikhona, baph'abazali bakho
ndizimisel ukba ngumyeni wakho.
ndyak'cela mamela
ndyakcela mamela
ngawe ndyaz'fela
ngawe ndyaz'fela
khawleza sondela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand'okwempela
ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
ndyak'cela mamela
ndyak'cela mamela
ngawe ndyaz'fela
ngawe ndyazfela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand'okwempela
ndikthand'okwempela
ndyakcela mamela
ndyakcela mamela
ngawe ndyaz'fela
ngawe ndyaz'fela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand'okwempela
ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings