Impilo
๐ต 468 characters
โฑ๏ธ 2:55 duration
๐ ID: 12159498
๐ Lyrics
Ndikhumbule Ekasi Lam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Aii Umamami Wam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Utatam Uzandixolela Ohh Yoh Ah
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Ndikhumbule Umntwanam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Andaz Utya Nton Na
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Utya Nton Sana Lwam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Aii Ubomi, Ndijonge Ndimbi Sana Lwam
Utya Nton Sana Lwam
Bandilolo Ndiphila
Aii Ubaba Ndisaphila Sana Lwam
Ndizobuya Mabavala Ohh Ungakhali
Ndikhumbule iichomi Zam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Aii Umamami Wam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Utatam Uzandixolela Ohh Yoh Ah
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Ndikhumbule Umntwanam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba, Uyimpilo)
Andaz Utya Nton Na
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Utya Nton Sana Lwam
(Bazaba Yaba Yaba Yaba)
Aii Ubomi, Ndijonge Ndimbi Sana Lwam
Utya Nton Sana Lwam
Bandilolo Ndiphila
Aii Ubaba Ndisaphila Sana Lwam
Ndizobuya Mabavala Ohh Ungakhali
Ndikhumbule iichomi Zam