Sobheka phi na Thixo
๐ต 276 characters
โฑ๏ธ 4:02 duration
๐ ID: 12184867
๐ Lyrics
Sobhekaphi na Thixo
Singabheki kuWe
Soncedwa ngubani na
Singacedwa nguWe
Wadala thina bantu
Wenza into zonke
Umise nenkululo
Sisindiswe thina
Akhukho nxako kuWe
Unamandla onke
Akukho nkohla kuWe
Unokwaziyo
Silondoloze Bawo
Ngalomandla Akho
Sikhanyisele Bawo
Koko 'kwaziwayo
Singabheki kuWe
Soncedwa ngubani na
Singacedwa nguWe
Wadala thina bantu
Wenza into zonke
Umise nenkululo
Sisindiswe thina
Akhukho nxako kuWe
Unamandla onke
Akukho nkohla kuWe
Unokwaziyo
Silondoloze Bawo
Ngalomandla Akho
Sikhanyisele Bawo
Koko 'kwaziwayo
โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:01.78] Sobhekaphi na Thixo
[00:13.27] Singabheki kuWe
[00:16.79] Soncedwa ngubani na
[00:27.21] Singacedwa nguWe
[00:29.10] Wadala thina bantu
[00:38.02] Wenza into zonke
[00:42.79] Umise nenkululo
[00:51.56] Sisindiswe thina
[00:56.22] Akhukho nxako kuWe
[01:05.03] Unamandla onke
[01:06.05] Akukho nkohla kuWe
[01:06.21] Unokwaziyo
[01:06.41] Silondoloze Bawo
[01:06.55] Ngalomandla Akho
[01:06.70] Sikhanyisele Bawo
[01:06.95] Koko 'kwaziwayo
[01:07.12]
[00:13.27] Singabheki kuWe
[00:16.79] Soncedwa ngubani na
[00:27.21] Singacedwa nguWe
[00:29.10] Wadala thina bantu
[00:38.02] Wenza into zonke
[00:42.79] Umise nenkululo
[00:51.56] Sisindiswe thina
[00:56.22] Akhukho nxako kuWe
[01:05.03] Unamandla onke
[01:06.05] Akukho nkohla kuWe
[01:06.21] Unokwaziyo
[01:06.41] Silondoloze Bawo
[01:06.55] Ngalomandla Akho
[01:06.70] Sikhanyisele Bawo
[01:06.95] Koko 'kwaziwayo
[01:07.12]