Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Ixesha

๐Ÿ‘ค Selected Voices โ€ข ๐ŸŽผ Sebenza Kuz'ukuhlwa โ€ข โฑ๏ธ 4:29
๐ŸŽต 717 characters
โฑ๏ธ 4:29 duration
๐Ÿ†” ID: 13465363

๐Ÿ“œ Lyrics

Kubo bonke oThixo
Akakho onje ngaye
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade

Kubo bonke oThixo
Akakho onje ngaye
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade

Ezintsizini zethu
Iliso liyabona
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade
Zimi ngo naphakade

Uyeza uyeza uMgwebi omkhulu
Abantu bobona iNkosi yezulu
Babeya kuvuswa kwa semangcwabeni
Babonakaliswe kwa sekukhanyeni

UMgwebi wofika nomkhosi omkhulu
Umkhosi wezakh' izithunywa zezulu
Amehlo oMgwebi omkhulu obona
Izinto zasese izinto zokona

Yekani izono noyike nilunge
Liveni ilizwi leNkosi nikhunge
Zithandazeleni nifun'izibele
Lixesha kaloku yizan'anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:00.60] Kubo bonke oThixo
[00:07.93] Akakho onje ngaye
[00:15.82] Kuba inceba zakhe
[00:23.27] Zimi ngo naphakade
[00:30.92] Kubo bonke oThixo
[00:38.23] Akakho onje ngaye
[00:46.25] Kuba inceba zakhe
[00:53.63] Zimi ngo naphakade
[01:01.09] Ezintsizini zethu
[01:08.70] Iliso liyabona
[01:16.39] Kuba inceba zakhe
[01:23.87] Zimi ngo naphakade
[01:31.56] Zimi ngo naphakade
[01:42.64] Uyeza uyeza uMgwebi omkhulu
[01:53.24] Abantu bobona iNkosi yezulu
[02:03.84] Babeya kuvuswa kwa semangcwabeni
[02:14.63] Babonakaliswe kwa sekukhanyeni
[02:25.58] UMgwebi wofika nomkhosi omkhulu
[02:36.18] Umkhosi wezakh' izithunywa zezulu
[02:46.80] Amehlo oMgwebi omkhulu obona
[02:57.44] Izinto zasese izinto zokona
[03:08.01] Yekani izono noyike nilunge
[03:18.88] Liveni ilizwi leNkosi nikhunge
[03:29.67] Zithandazeleni nifun'izibele
[03:40.57] Lixesha kaloku yizan'anamkele
[03:50.37] (Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
[03:50.53] (Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
[04:12.00] (Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
[04:26.83]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings