iNtombi (feat. Sekiwe & Mas Musiq)
๐ต 1135 characters
โฑ๏ธ 6:31 duration
๐ ID: 13546271
๐ Lyrics
Intomb' emnyama
Ndiyavuya ukuba yintombi emnyama
Uncumo lwam lubalulekile
Ngoba ndiliqhakazana wo
Intomb' emnyama
Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama
Ubuhle bam bubhekwa nzulu ngaphakathi
Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama
Xa ihleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi)
Unonzwakazi omnyamazana (awu thetha makazi)
Uqhakazile ilanga likhanya kuye (awu thetha makazi)
Umuhle tomb' emnyama intombi enesizotha
Ha hahaha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)
(Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya)
Xa ihleka kukhanya amazinyo akhe
Yeyeyeye yeyeye ngokuba uthokoza ngawo
Yeyeyeye yeyeye
Uyintombi emnyama
Xa ehleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi)

Ha haha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)

(Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)

โฑ๏ธ Synced Lyrics
[01:09.04] Intomb' emnyama
[01:16.04] Ndiyavuya ukuba yintombi emnyama
[01:23.46] Uncumo lwam lubalulekile
[01:31.19] Ngoba ndiliqhakazana wo
[01:41.48] Intomb' emnyama
[01:47.50] Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama
[01:58.99] Ubuhle bam bubhekwa nzulu ngaphakathi
[02:04.86] Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama
[02:10.14] Xa ihleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi)
[02:21.29] Unonzwakazi omnyamazana (awu thetha makazi)
[02:30.29] Uqhakazile ilanga likhanya kuye (awu thetha makazi)
[02:38.63] Umuhle tomb' emnyama intombi enesizotha
[02:43.21] Ha hahaha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)
[02:55.86] (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya)
[03:03.49] Xa ihleka kukhanya amazinyo akhe
[03:09.87] Yeyeyeye yeyeye ngokuba uthokoza ngawo
[03:17.79] Yeyeyeye yeyeye
[03:31.04] Uyintombi emnyama
[03:37.50] Xa ehleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi)
[03:45.91] Unonzwakazi omnyamazana (awu thetha makazi)
[03:55.19] Uqhakazile ilanga likhanya kuye (awu thetha makazi)
[04:03.31] Umuhle tomb' emnyama intombi enesizotha
[04:07.82] Ha haha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)
[04:21.10] (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya)
[04:28.73] Xa ihleka kukhanya amazinyo akhe
[04:34.65] Yeyeyeye yeyeye ngokuba uthokoza ngawo
[04:46.63]
[05:03.80] (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo)
[05:12.02] (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya)
[05:20.72]