Una Bantu Bako Thixo
๐ต 326 characters
โฑ๏ธ 4:01 duration
๐ ID: 13575216
๐ Lyrics
Unabantu bakho, thixotropic,
Ngamaxesha onke;
Ubagcina, ubancede;
Eendaweni zonke.
Bakuwela imilambo,
Uba nabo wena;
Bakutshiswa ngemililo,
Uba nabo wena.
Apho batshutshiswa khona,
Bomelezwa nguWe;
Nasemagamncweni, Thixo,
Bagciniwe nguWe.
Bakhangela kuWe, nkosi,
Aabo bantu bakho;
Babulela, bakuthembe,
Aabo bantu bakho.
Amen.
Ngamaxesha onke;
Ubagcina, ubancede;
Eendaweni zonke.
Bakuwela imilambo,
Uba nabo wena;
Bakutshiswa ngemililo,
Uba nabo wena.
Apho batshutshiswa khona,
Bomelezwa nguWe;
Nasemagamncweni, Thixo,
Bagciniwe nguWe.
Bakhangela kuWe, nkosi,
Aabo bantu bakho;
Babulela, bakuthembe,
Aabo bantu bakho.
Amen.