Ezweni
๐ต 1678 characters
โฑ๏ธ 3:56 duration
๐ ID: 13628567
๐ Lyrics
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Nqanda mhlekazi
Ubudis' amacango ngoko
Kubhidanis' ukuthetha kwabo
Ndicel' ukubenza bangavani
Kuba ndibona ngonyamelo
Kunye nesidubedube
Mini nobusuku ujikelezana neendonga
Seziyaphuphumala
Ubugwaja nobutshijolo
Nakwiindawo zemfutho
Bahleli ngengcindezelo
Nobukrelemnqa
Buhlel' ezingqondweni zabo
Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam
Zazisithi kum "uyakufa nini na
Kakad' ungabi sakhunjulwa?"
Nakba beze kundivelela
Ndyabazi nabo ngokungand'nced'
Belapha nje bazoqokelel' indaba zam
Bazohamba beyisasaza intlebendwane
Uzova besithi "Akasobe abe savuka
Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma"
Nditsho neqabane lam selindijikele
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Hayi andizange
Hayi andizange
Hayi andizange
Ndibon' intw' enjena
Hayi andizange
Hayi andizange
Hayi andizange
Ndibon' intw' enjena
Ngoba...
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcweli' intsente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Nqanda mhlekazi
Ubudis' amacango ngoko
Kubhidanis' ukuthetha kwabo
Ndicel' ukubenza bangavani
Kuba ndibona ngonyamelo
Kunye nesidubedube
Mini nobusuku ujikelezana neendonga
Seziyaphuphumala
Ubugwaja nobutshijolo
Nakwiindawo zemfutho
Bahleli ngengcindezelo
Nobukrelemnqa
Buhlel' ezingqondweni zabo
Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam
Zazisithi kum "uyakufa nini na
Kakad' ungabi sakhunjulwa?"
Nakba beze kundivelela
Ndyabazi nabo ngokungand'nced'
Belapha nje bazoqokelel' indaba zam
Bazohamba beyisasaza intlebendwane
Uzova besithi "Akasobe abe savuka
Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma"
Nditsho neqabane lam selindijikele
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
Kudala ndibon' izinto
Sekulithuba ndiphansi kwelanga
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Hayi andizange
Hayi andizange
Hayi andizange
Ndibon' intw' enjena
Hayi andizange
Hayi andizange
Hayi andizange
Ndibon' intw' enjena
Ngoba...
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcweli' intsente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
Kudala ndilaph' ezweni
Iinyawo zam zide zigcwel' instente
Kudala ndibon' izinto
Amehlo wam alubonil' usizi
โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:16.41] Kudala ndilaph' ezweni
[00:20.29] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[00:24.47] Kudala ndibon' izinto
[00:28.27] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[00:32.75] Kudala ndilaph' ezweni
[00:36.21] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[00:40.58] Kudala ndibon' izinto
[00:44.21] Amehlo wam alubonil' usizi
[00:48.82] Nqanda mhlekazi
[00:50.15] Ubudis' amacango ngoko
[00:52.15] Kubhidanis' ukuthetha kwabo
[00:54.22] Ndicel' ukubenza bangavani
[00:56.45] Kuba ndibona ngonyamelo
[00:58.29] Kunye nesidubedube
[01:00.43] Mini nobusuku ujikelezana neendonga
[01:04.46] Seziyaphuphumala
[01:06.06] Ubugwaja nobutshijolo
[01:08.19] Nakwiindawo zemfutho
[01:10.13] Bahleli ngengcindezelo
[01:13.06] Nobukrelemnqa
[01:14.68] Buhlel' ezingqondweni zabo
[01:17.06] Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene
[01:21.97] Kudala ndilaph' ezweni
[01:25.11] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[01:29.68] Kudala ndibon' izinto
[01:33.43] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[01:37.90] Kudala ndilaph' ezweni
[01:41.48] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[01:45.65] Kudala ndibon' izinto
[01:49.42] Amehlo wam alubonil' usizi
[01:53.91] Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam
[01:55.55] Zazisithi kum "uyakufa nini na
[01:59.32] Kakad' ungabi sakhunjulwa?"
[02:01.77] Nakba beze kundivelela
[02:03.71] Ndyabazi nabo ngokungand'nced'
[02:06.97] Belapha nje bazoqokelel' indaba zam
[02:09.89] Bazohamba beyisasaza intlebendwane
[02:13.49] Uzova besithi "Akasobe abe savuka
[02:17.48] Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma"
[02:21.41] Nditsho neqabane lam selindijikele
[02:25.73] Kudala ndilaph' ezweni
[02:29.41] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[02:33.92] Kudala ndibon' izinto
[02:37.48] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[02:42.20] Kudala ndilaph' ezweni
[02:45.75] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[02:50.05] Kudala ndibon' izinto
[02:53.46] Amehlo wam alubonil' usizi
[02:58.35] Hayi andizange
[02:59.98] Hayi andizange
[03:01.72] Hayi andizange
[03:03.63] Ndibon' intw' enjena
[03:05.83] Hayi andizange
[03:07.68] Hayi andizange
[03:09.83] Hayi andizange
[03:11.11] Ndibon' intw' enjena
[03:14.03] Ngoba...
[03:14.63] Kudala ndilaph' ezweni
[03:17.89] Iinyawo zam zide zigcweli' intsente
[03:22.37] Kudala ndibon' izinto
[03:25.86] Amehlo wam alubonil' usizi
[03:30.40] Kudala ndilaph' ezweni
[03:34.14] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[03:38.67] Kudala ndibon' izinto
[03:42.46] Amehlo wam alubonil' usizi
[03:47.56]
[00:20.29] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[00:24.47] Kudala ndibon' izinto
[00:28.27] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[00:32.75] Kudala ndilaph' ezweni
[00:36.21] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[00:40.58] Kudala ndibon' izinto
[00:44.21] Amehlo wam alubonil' usizi
[00:48.82] Nqanda mhlekazi
[00:50.15] Ubudis' amacango ngoko
[00:52.15] Kubhidanis' ukuthetha kwabo
[00:54.22] Ndicel' ukubenza bangavani
[00:56.45] Kuba ndibona ngonyamelo
[00:58.29] Kunye nesidubedube
[01:00.43] Mini nobusuku ujikelezana neendonga
[01:04.46] Seziyaphuphumala
[01:06.06] Ubugwaja nobutshijolo
[01:08.19] Nakwiindawo zemfutho
[01:10.13] Bahleli ngengcindezelo
[01:13.06] Nobukrelemnqa
[01:14.68] Buhlel' ezingqondweni zabo
[01:17.06] Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene
[01:21.97] Kudala ndilaph' ezweni
[01:25.11] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[01:29.68] Kudala ndibon' izinto
[01:33.43] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[01:37.90] Kudala ndilaph' ezweni
[01:41.48] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[01:45.65] Kudala ndibon' izinto
[01:49.42] Amehlo wam alubonil' usizi
[01:53.91] Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam
[01:55.55] Zazisithi kum "uyakufa nini na
[01:59.32] Kakad' ungabi sakhunjulwa?"
[02:01.77] Nakba beze kundivelela
[02:03.71] Ndyabazi nabo ngokungand'nced'
[02:06.97] Belapha nje bazoqokelel' indaba zam
[02:09.89] Bazohamba beyisasaza intlebendwane
[02:13.49] Uzova besithi "Akasobe abe savuka
[02:17.48] Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma"
[02:21.41] Nditsho neqabane lam selindijikele
[02:25.73] Kudala ndilaph' ezweni
[02:29.41] Iinyawo zam zide zigcwel' intsente
[02:33.92] Kudala ndibon' izinto
[02:37.48] Sekulithuba ndiphansi kwelanga
[02:42.20] Kudala ndilaph' ezweni
[02:45.75] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[02:50.05] Kudala ndibon' izinto
[02:53.46] Amehlo wam alubonil' usizi
[02:58.35] Hayi andizange
[02:59.98] Hayi andizange
[03:01.72] Hayi andizange
[03:03.63] Ndibon' intw' enjena
[03:05.83] Hayi andizange
[03:07.68] Hayi andizange
[03:09.83] Hayi andizange
[03:11.11] Ndibon' intw' enjena
[03:14.03] Ngoba...
[03:14.63] Kudala ndilaph' ezweni
[03:17.89] Iinyawo zam zide zigcweli' intsente
[03:22.37] Kudala ndibon' izinto
[03:25.86] Amehlo wam alubonil' usizi
[03:30.40] Kudala ndilaph' ezweni
[03:34.14] Iinyawo zam zide zigcwel' instente
[03:38.67] Kudala ndibon' izinto
[03:42.46] Amehlo wam alubonil' usizi
[03:47.56]