Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Uyakhumbula

๐Ÿ‘ค Ntando โ€ข ๐ŸŽผ Nono โ€ข โฑ๏ธ 3:46
๐ŸŽต 1908 characters
โฑ๏ธ 3:46 duration
๐Ÿ†” ID: 13859306

๐Ÿ“œ Lyrics

Sengimtholile
Sendimfumene (yo yo yo)
Uyakhumbula sisahlomana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami
Uyakhumbula sisachomana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami

Ndisakhumbula ngezonsuku
Ndisakubiza ichomi yami
Ndikuthatha njengomngane wami
Kanti wena awazi ndazi ndodwa
Imfihlo yami kukuba endandimthanda
Imizwa yami ndifuna wena ntombi ube ngumama ekhaya

Uyakhumbula sisahlobana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami
Uyakhumbula sisachomana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami

Ziningi incingo ezinhle kumi ngawe kawucinge!
Ixesha elingaka mna ndifuna nawe babe
Ndaxakwa bumlandula
Ndandikhangela amajuba
Lixesha elingaka mna ndifuna nawe babe oh iyo iyo

Uyakhumbula sisahlobana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami
Uyakhumbula sisachomana
Ndandikhangela amajuba kuphela
(Ekugqibeleni) waba ngowami

Ndithi ndifuna wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Ndithi ndithanda wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Oh! Ndibona wedwa (themba lami nguwe)
Oh! Ndithanda wedwa (konke kungu wena)
Ndithi ndifuna wena wedwa (ithemba lami nguwe)
Ndithi ndithanda wena wedwa (ithemba lami nguwe)
Ulithemba lamathemba (ithemba lami nguwe)
Ulithemba lamampela (konke kunguwe)

Uyakhumbula sisahlobana
Ndandikhangela amajuba kuphela
Ekugqibeleni waba ngowami
Uyakhumbula sisachomana
Ndandikhangela amajuba kuphela
Ekugqibeleni waba ngowami

Ndithi ndithanda wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Ndithi ndibona wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Ndithi ndithanda wena wedwa (Themba lami nguwe)
Ndithi ndithanda wena wedwa (Konke kungu wena)

Ndithi ndifuna wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Ndithi ndithanda wena wedwa (Ithemba lami nguwe)
Ithemba lamathemba (Ithemba lami nguwe)
Ulithemba lamathemba (Konke kunguwe)

Uyakhumbula sisathanda
Ebuphela waba ngowami (Khumbula)
Sisahlobana eh singabahlobo (Khumbula)
Ey ulithemba lamathemba

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings