Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Zawa

๐Ÿ‘ค Zimbini โ€ข ๐ŸŽผ 118K plays โ€ข โฑ๏ธ 4:36
๐ŸŽต 1162 characters
โฑ๏ธ 4:36 duration
๐Ÿ†” ID: 14955838

๐Ÿ“œ Lyrics

Ngethemba sizoxola
Ngethemba izodlula lendebe

Yhaz inyembezi zam
Zinendlela yokuzosula
Yhaz intliziyo yam inendlela yokuzixolisa
Kwanamanxeba am anendlela yokuzipholisa
Ngekhe ndifunge ndithi iinyembezi zam aziweli phantsi

Zawa zatshona zoma nko o ndaxola
Zawa zatshona zoma nko o ndaxola
Zawa zatshona zoma nko o ndaxola
Zawa zatshona zoma nko o ndaxola

Izodlula lendebe

Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
Nob'iyasinda ledyokhwe bambelela
Akulahlwa mbeleko ngakufelwa kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
Nob'iyasinda ledyokhwe bambelela

Zawa (Ngxe kaloku) zatshona (Yehla kaloku) zoma nko o (Iyedlula lendebe) ndaxola
(Uzawbangathi) Zawa (Ubalis'ibali) zatshona (Uthi waaxola) zoma nko o ndaxola
(Uzawbangathi) Zawa (Ubalis'ibali) zatshona (Uthi waaxola) zoma nko o ndaxola

Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
Nob'iyasinda ledyokhwe bambelela
Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
Nob'iyasinda ledyokhwe bambelela

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings