Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

09 Ubomi Bami

๐Ÿ‘ค Semito โ€ข ๐ŸŽผ Sebabatso โ€ข โฑ๏ธ 3:56
๐ŸŽต 1041 characters
โฑ๏ธ 3:56 duration
๐Ÿ†” ID: 16915244

๐Ÿ“œ Lyrics

ubomi bam kukhethelwe wena
ubomi bam buzalelwe wena
ubomi bam buyaphileka ngenxayakho
ubomi bam heee buhleli ezandleni zakho

umandifika endlini ndakhala kabuhlungu
xandisiva ukuba usochintshile wena
hee bandixelela ukuthi uthando lwam sowunikezele ngalo komunye umuntu
hayi endikwaziyo awusoze uphile ngaphandle kwam
hayi futhi ndiyazi ukuba ndizakudlula kobubuhlungu
nam ndizamile uphila ndedwa kodwa hayi andikhoni
man ndizamile ukuhlala ndedwa kodwa hayi impilo inzima
ngoba ndikhethelwe wena

ubomi bam bukhethelwe wena
ubomi bam buzamelwe wena
ubomi bam buyaphileka ngenxayakho
ubomi bam hee buhleli ezandleni zakho

abantu bathanda ukusixabanisa mina nawe
bayathanda ukusibona sixabene
kodwa hayi
kodwa hayi
ungabalaleli
kodwa hayibo
kodwa hayibo
ulalele mina
noma ndiyazikuthi andina kuphila ngaphandle kwakho
noma ndicinga oko
ndibuye ndidibanise naloku
akusoze ...
ngoba ndikhethelwe wena

ubomi bam bukhethelwe wena
ubomi bam buzamelwe wena
ubomi bam buyaphileka ngenxayakho
ubomi bam hee buhleli ezandleni zakho
(chorus till end)

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings