Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Awundiva (feat. Vusi Nova)

๐Ÿ‘ค Ntsika โ€ข ๐ŸŽผ Awundiva (feat. Vusi Nova) โ€ข โฑ๏ธ 4:47
๐ŸŽต 1986 characters
โฑ๏ธ 4:47 duration
๐Ÿ†” ID: 22137382

๐Ÿ“œ Lyrics

Mmm
Ingathi ndiligeza (ngathi ndiligeza)
Ingathi nd'yaphambana baby
Wena
Xa ungekho eduzekwami baby
Ingathi ndishiwa zinqondo (ngathi ndishiwa zinqondo)

Ingathi awundiva (awundiva baby, awundiva baby)
Andizukwazi heee (ukuphila ngaphandle kwakho)
Ingathi awundiva heee
Andizukwazi heee

Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Zapaaa zapaa paa paaa paa
Zapaaa paa paaa paa paa paa paa paa

Sumana ujonga ecaleni (sumana ujonga ecaleni)
Ndicela undijonge emehlweni yeah
Lungamadangatye uthando endinalo
N'cela undibeke njengetywina 'phezu kwentliziyo yakho ohh
Unditywine ngengalo yakho

Ingathi awundiva heee
Andinokwazi ('kuphila ngaphandle kwakho)
Ingathi awundiva (awundiva baby awundiva baby)
Mna andinokwazi
Iyeh'he'he, sithandwa sami

Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Ingathi wena (ndithetha nawe), wena awundiva awundiva baby
Awundiva baby
Awundiva baby
Awundiva
Awundiva, awundiva...

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:04.81] Mmm
[00:06.24] Ingathi ndiligeza (ngathi ndiligeza)
[00:10.58]
[00:14.86] Ingathi nd'yaphambana baby
[00:17.50]
[00:20.52] Wena
[00:23.12] Xa ungekho eduzekwami baby
[00:25.60]
[00:31.33] Ingathi ndishiwa zinqondo (ngathi ndishiwa zinqondo)
[00:35.09]
[00:39.91] Ingathi awundiva (awundiva baby, awundiva baby)
[00:48.67] Andizukwazi heee (ukuphila ngaphandle kwakho)
[00:55.02]
[00:57.22] Ingathi awundiva heee
[01:01.81]
[01:05.63] Andizukwazi heee
[01:12.91]
[01:16.43] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[01:25.38] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[01:27.86]
[01:34.35] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[01:36.66]
[01:42.99] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[01:45.28]
[01:53.14] Zapaaa zapaa paa paaa paa
[01:56.23]
[01:58.39] Zapaaa paa paaa paa paa paa paa paa
[02:00.72]
[02:06.57] Sumana ujonga ecaleni (sumana ujonga ecaleni)
[02:09.04]
[02:14.58] Ndicela undijonge emehlweni yeah
[02:16.96]
[02:23.18] Lungamadangatye uthando endinalo
[02:25.75]
[02:28.80] N'cela undibeke njengetywina 'phezu kwentliziyo yakho ohh
[02:31.15]
[02:36.23] Unditywine ngengalo yakho
[02:40.37] Ingathi awundiva heee
[02:42.71]
[02:49.06] Andinokwazi ('kuphila ngaphandle kwakho)
[02:51.47]
[02:57.36] Ingathi awundiva (awundiva baby awundiva baby)
[03:00.08]
[03:06.01] Mna andinokwazi
[03:08.36]
[03:11.24] Iyeh'he'he, sithandwa sami
[03:13.87]
[03:16.92] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[03:19.39]
[03:25.27] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[03:27.68]
[03:33.81] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[03:36.19]
[03:42.65] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[03:45.06]
[03:51.48] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[03:53.96]
[03:59.93] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[04:02.24]
[04:08.39] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[04:11.14]
[04:17.25] Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)
[04:19.64]
[04:25.86] Ingathi wena (ndithetha nawe), wena awundiva awundiva baby
[04:28.17]
[04:33.51] Awundiva baby
[04:35.88] Awundiva baby
[04:38.07] Awundiva
[04:40.89] Awundiva, awundiva...
[04:41.12]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings