Home 🎬 Bollywood 🎵 Pakistani 🎤 English Pop

Angeke

👤 Nathi 🎼 Usiba Lwe Gazi ⏱️ 4:16
🎵 1369 characters
⏱️ 4:16 duration
🆔 ID: 23583285

📜 Lyrics

Ndizokunika uthando lwam
Ndikunik’intliziyo yam
Cel’ungophuli intlizoyo yam
Ke sthandwa sam
Sthandwa sam
Bambo lwam
Ndifun’ukwenza mama wabantwana bam
Ndifuna uhlala nawe
Amehlo am ndiwavalile
Ntliziyo yam uyophulile
Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza
Amehlo am ndiwavalile
Ntliziyo yam uyophulile
Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza
Yazi indlela endikuthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Yazi indlela endikuthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe
Uba ubuyazi ba sisukaphi
Uba ubuyazi ba siyaphı
Uba ubuyazi ba sinezinto esidlule kuzo
Sobabini
Uba ubuyazi ba ndikuthanda kangakanani
Uyazi ba sofa silahlane
Njengoba sithembisene
Ubuyazi ba nje
Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)
Angeke ndihlukane nawe
Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)
Angeke ndihlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe
Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo
Angeke ndihelukane nawe
Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo
Angeke ndihelukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Hlukane nawe
Angeke ndihlukane nawe

⏱️ Synced Lyrics

[00:22.46] Ndizokunika uthando lwam
[00:25.02] Ndikunik’intliziyo yam
[00:27.34] Cel’ungophuli intlizoyo yam
[00:30.18] Ke sthandwa sam
[00:33.38] Sthandwa sam
[00:35.27] Bambo lwam
[00:36.43] Ndifun’ukwenza mama wabantwana bam
[00:39.51] Ndifuna uhlala nawe
[00:45.49] Amehlo am ndiwavalile
[00:47.37] Ntliziyo yam uyophulile
[00:50.12] Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza
[00:55.75] Amehlo am ndiwavalile
[00:58.22] Ntliziyo yam uyophulile
[01:01.25] Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza
[01:07.15] Yazi indlela endikuthanda ngayo
[01:12.35] Angeke ndihlukane nawe
[01:18.41] Yazi indlela endikuthanda ngayo
[01:24.70] Angeke ndihlukane nawe
[01:29.34] Hlukane nawe
[01:31.29] Hlukane nawe
[01:34.17] Hlukane nawe
[01:36.59] Angeke ndihlukane nawe
[01:40.15] Hlukane nawe
[01:42.37] Hlukane nawe
[01:45.30] Hlukane nawe
[01:47.74] Angeke ndihlukane nawe
[01:52.75] Uba ubuyazi ba sisukaphi
[01:57.61] Uba ubuyazi ba siyaphı
[02:03.25] Uba ubuyazi ba sinezinto esidlule kuzo
[02:09.16] Sobabini
[02:14.79] Uba ubuyazi ba ndikuthanda kangakanani
[02:21.12] Uyazi ba sofa silahlane
[02:26.37] Njengoba sithembisene
[02:30.91] Ubuyazi ba nje
[02:38.29] Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)
[02:43.17] Angeke ndihlukane nawe
[02:47.73] Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)
[02:54.29] Angeke ndihlukane nawe
[02:59.38] Hlukane nawe
[03:01.77] Hlukane nawe
[03:04.32] Hlukane nawe
[03:06.68] Angeke ndihlukane nawe
[03:10.86] Hlukane nawe
[03:12.82] Hlukane nawe
[03:15.62] Hlukane nawe
[03:18.14] Angeke ndihlukane nawe
[03:22.64] Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo
[03:28.11] Angeke ndihelukane nawe
[03:34.03] Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo
[03:40.35] Angeke ndihelukane nawe
[03:44.71] Hlukane nawe
[03:47.23] Hlukane nawe
[03:50.05] Hlukane nawe
[03:52.12] Angeke ndihlukane nawe
[03:55.91] Hlukane nawe
[03:58.63] Hlukane nawe
[04:01.28] Hlukane nawe
[04:03.35] Angeke ndihlukane nawe

⭐ Rate These Lyrics

Average: 0.0/5 • 0 ratings