Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Ibokwe (Goat)

๐Ÿ‘ค Thandiswa โ€ข ๐ŸŽผ Ibokwe โ€ข โฑ๏ธ 5:25
๐ŸŽต 2382 characters
โฑ๏ธ 5:25 duration
๐Ÿ†” ID: 23731845

๐Ÿ“œ Lyrics

Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
Ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Lona ndizam'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Tyini, Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Yabona uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na
Ngoku uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na
Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwe kwebokwe(Woh, Yoh, Yoh)
Yabona lona yena ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Cause I'm an African flying machine
Ungandibona xa ndithi do my thing
Sukhathazeka, Zintweyincane lezo
Asifuni kuthi ide ilale ibokwe aph'ekhaya
Zintwezincane lezo
Asifuni kuthi bude buphekwe utywala apha ekhaya
Zintwezincane lezo
Oh zintwezincinci lezo
Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwe kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Yabona lento yona ndizay'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle ko tywala (Woh, Yoh, Yoh)
Ye, Lento ndizay'lungisa
Ngaphandle kwebokwe
Ndizamlungisa
Ngaphandle ko tywala
Yeyi wena nhlungu kayiphele
Yeyi wena bunzima (Ngoba kudala zikhala ingane zobaba)
Yeyi wena nkathazo
Andikoyiki, Ndiyak'funa
Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na
Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye
Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Yeh, Ndibhinqe ngantoni na
Mmh, Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye
Oh ngaphandle kwe bokwe
Kuphila ngaphandle kwebokwe
Ngaphandle kwe bokwe
Kuphila ngaphandle kwebokwe
Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Yeh, ndibhinqe ngantoni na
Woh, Oh, Woh, Woh
Woh ndibhinqe ngantoni na
Woh ndibhinqe ngantoni na
Bhinqe ngantoni na
Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Yeh
Woh ndibhinqe ngantoni na
Bhinqe ngantoni na
Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Ah
Ngaphandle kwebokwe
Yeh mmm, yeh mmm
Woh woh mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm, Mmm
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Tyini ndambetha ngengoma
Tyini ndambetha ngengoma
Yey, ndambetha ngengoma
Tyini ndambetha ngengoma
Yey, ndambetha ngengoma, Yey

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:02.96] Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
[00:07.01] Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
[00:10.94] Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
[00:14.96] Ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[00:18.27] Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
[00:22.29] Lona ndizam'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[00:25.07] Tyini, Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
[00:29.21] Yabona uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na
[00:33.03] Ngoku uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
[00:37.06] Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
[00:40.15] Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na
[00:44.20] Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[00:47.48] Ngaphandle kwe kwebokwe(Woh, Yoh, Yoh)
[00:50.33] Yabona lona yena ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[00:54.79] Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
[00:58.12] Cause I'm an African flying machine
[01:01.72] Ungandibona xa ndithi do my thing
[01:05.37] Sukhathazeka, Zintweyincane lezo
[01:08.88] Asifuni kuthi ide ilale ibokwe aph'ekhaya
[01:13.61] Zintwezincane lezo
[01:16.24] Asifuni kuthi bude buphekwe utywala apha ekhaya
[01:20.99] Zintwezincane lezo
[01:24.05] Oh zintwezincinci lezo
[01:27.85] Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[01:31.51] Ngaphandle kwe kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
[01:34.42] Yabona lento yona ndizay'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
[01:38.67] Ngaphandle ko tywala (Woh, Yoh, Yoh)
[01:42.45] Ye, Lento ndizay'lungisa
[01:45.91] Ngaphandle kwebokwe
[01:50.37] Ndizamlungisa
[01:53.35] Ngaphandle ko tywala
[01:57.82] Yeyi wena nhlungu kayiphele
[02:01.00] Yeyi wena bunzima (Ngoba kudala zikhala ingane zobaba)
[02:04.53] Yeyi wena nkathazo
[02:07.78] Andikoyiki, Ndiyak'funa
[02:12.19] Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
[02:15.43] Oh, Ndibhinqe ngantoni na
[02:19.13] Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
[02:22.82] Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye
[02:26.43] Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
[02:30.01] Yeh, Ndibhinqe ngantoni na
[02:34.22] Mmh, Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
[02:37.65] Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye
[02:40.72] Oh ngaphandle kwe bokwe
[02:44.47] Kuphila ngaphandle kwebokwe
[02:48.57] Ngaphandle kwe bokwe
[02:51.70] Kuphila ngaphandle kwebokwe
[02:56.24] Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
[02:59.49] Yeh, ndibhinqe ngantoni na
[03:03.72] Woh, Oh, Woh, Woh
[03:06.88] Woh ndibhinqe ngantoni na
[03:10.96] Woh ndibhinqe ngantoni na
[03:12.81] Bhinqe ngantoni na
[03:14.22] Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Yeh
[03:18.26] Woh ndibhinqe ngantoni na
[03:20.04] Bhinqe ngantoni na
[03:21.49] Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Ah
[03:25.04] Ngaphandle kwebokwe
[03:28.44] Yeh mmm, yeh mmm
[03:31.82] Woh woh mmm
[03:33.68] Yeh, Mmm
[03:35.31] Yeh, Mmm
[03:37.21] Yeh, Mmm
[03:38.98] Woh, Woh, Mmm
[03:40.97] Yeh, Mmm
[03:42.78] Yeh, Mmm
[03:44.72] Yeh, Mmm
[03:46.46] Woh, Woh, Mmm, Mmm
[03:48.24] Yeh, Mmm
[03:50.14] Yeh, Mmm
[03:52.05] Yeh, Mmm
[03:53.74] Woh, Woh, Mmm, Mmm
[03:56.31] Yoh, Yoh, Yoh
[03:59.24] Woh, Yoh, Yoh
[04:03.78] Yoh, Yoh, Yoh
[04:06.73] Woh, Yoh, Yoh
[04:10.92] Yoh, Yoh, Yoh
[04:14.11] Woh, Yoh, Yoh
[04:18.21] Yoh, Yoh, Yoh
[04:21.40] Woh, Yoh, Yoh
[04:25.63] Yoh, Yoh, Yoh
[04:28.62] Woh, Yoh, Yoh
[04:32.87] Yoh, Yoh, Yoh
[04:35.99] Woh, Yoh, Yoh
[04:40.17] Yoh, Yoh, Yoh
[04:43.37] Woh, Yoh, Yoh
[04:47.51] Yoh, Yoh, Yoh
[04:50.75] Woh, Yoh, Yoh
[04:52.15] Tyini ndambetha ngengoma
[04:55.83] Tyini ndambetha ngengoma
[04:59.48] Yey, ndambetha ngengoma
[05:03.03] Tyini ndambetha ngengoma
[05:05.75] Yey, ndambetha ngengoma, Yey

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings