Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Unabantu Bakho Thixo

๐Ÿ‘ค Monwabisi Nkula โ€ข ๐ŸŽผ Yizani Sidumise Kunye, Vol. 1 โ€ข โฑ๏ธ 2:14
๐ŸŽต 293 characters
โฑ๏ธ 2:14 duration
๐Ÿ†” ID: 23866714

๐Ÿ“œ Lyrics

Unabantu bakho thixo
Ngamaxesha onke
Ubagcina ubancede
Endaweni zonke
Bakuwela imilambo
Ubanabo wena
Bakutshishwa yimililo
Ubanabo wena
Apho batshutshiswa khona
Bomelezwa nguwe
Nasemarhamncweni thixo
Bagciniwe nguwe
Bakhangela kuwe nkosi
Abobantu bakho
Babulela bakuthembe
Abobantu bakho

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:22.32] Unabantu bakho thixo
[00:28.41] Ngamaxesha onke
[00:34.23] Ubagcina ubancede
[00:39.93] Endaweni zonke
[00:46.35] Bakuwela imilambo
[00:52.01] Ubanabo wena
[00:57.40] Bakutshishwa yimililo
[01:03.15] Ubanabo wena
[01:09.62] Apho batshutshiswa khona
[01:15.47] Bomelezwa nguwe
[01:20.80] Nasemarhamncweni thixo
[01:26.73] Bagciniwe nguwe
[01:33.22] Bakhangela kuwe nkosi
[01:39.02] Abobantu bakho
[01:44.02] Babulela bakuthembe
[01:50.11] Abobantu bakho

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings