Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Sondela (feat. Tresor & Msaki)

๐Ÿ‘ค Heavy-K โ€ข ๐ŸŽผ Khusta โ€ข โฑ๏ธ 6:23
๐ŸŽต 1044 characters
โฑ๏ธ 6:23 duration
๐Ÿ†” ID: 26803514

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndisakufunda
Amazawi akho ambalwa
Ucinga nzulu ndiyakubona
Uyandichaza
Ngezontloni zakho
Nokuzinza kwakho
Ndiyak'verstaana

Uyandazi
Mna ndizthandel'abantu
Ndihleka ndiveze elok'gqibela
Uyandibuka xa ndincokola
Uncumele ngaphakathi
Uyandibona

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Unemivunja
Moyo mama
Kama moto
Ya nyiragongo
Wanipa furaha kama mtori
Kama maji kwenye Sahara
Umeniiba moyo dada
Baki basi tukae pamoja
Unanitisha ujasiri
Na mapenzi mi sijaona

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

I just wanted to let you know my smile belongs to you oh
I just wanted to let you know my smile belongs to you oh
I just wanted to let you know my smile belongs to you oh

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[01:05.39] Ndisakufunda
[01:07.02] Amazawi akho ambalwa
[01:08.64] Ucinga nzulu ndiyakubona
[01:13.08] Uyandichaza
[01:15.25] Ngezontloni zakho
[01:17.63] Nokuzinza kwakho
[01:19.53] Ndiyak'verstaana
[01:21.79] Uyandazi
[01:23.35] Mna ndizthandel'abantu
[01:25.55] Ndihleka ndiveze elok'gqibela
[01:29.67] Uyandibuka xa ndincokola
[01:33.72] Uncumele ngaphakathi
[01:36.21] Uyandibona
[01:38.51] Sondela kum
[01:40.44] Sondela kum
[01:42.16] Baby sondela kum
[01:44.52] Sukuzibalela
[01:46.42] Unekhaya kum
[01:48.43] Baby unekhaya kum
[01:50.61] Unekhaya kum
[01:52.87] Selikuncumele
[01:55.49]
[02:28.13] Unemivunja
[02:29.83] Moyo mama
[02:31.73] Kama moto
[02:33.98] Ya nyiragongo
[02:36.16] Wanipa furaha kama mtori
[02:39.99] Kama maji kwenye Sahara
[02:42.04] Umeniiba moyo dada
[02:48.39] Baki basi tukae pamoja
[02:52.47] Unanitisha ujasiri
[02:56.78] Na mapenzi mi sijaona
[03:01.38] Sondela kum
[03:03.00] Sondela kum
[03:04.93] Baby sondela kum
[03:06.87] Sukuzibalela
[03:09.36] Unekhaya kum
[03:10.96] Baby unekhaya kum
[03:13.41] Unekhaya kum
[03:15.34] Selikuncumele
[03:18.95]
[04:12.62] I just wanted to let you know my smile belongs to you oh
[04:20.27] I just wanted to let you know my smile belongs to you oh
[04:28.51] I just wanted to let you know my smile belongs to you oh
[04:40.65] Sondela kum
[04:42.58] Sondela kum
[04:44.23] Baby sondela kum
[04:46.79] Sukuzibalela
[04:48.85] Unekhaya kum
[04:50.46] Baby unekhaya kum
[04:52.91] Unekhaya kum
[04:54.88] Selikuncumele
[04:57.27] Sondela kum
[04:59.00] Sondela kum
[05:00.61] Baby sondela kum
[05:03.00] Sukuzibalela
[05:05.22] Unekhaya kum
[05:07.19] Baby unekhaya kum
[05:09.36] Unekhaya kum
[05:11.53] Selikuncumele
[05:14.83]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings