Buyisa
๐ต 310 characters
โฑ๏ธ 5:30 duration
๐ ID: 3149930
๐ Lyrics
Buyisa uthando lwakho dali buyisa khawuleza
Aw ntombazana(amehlo akho) oh (asandibulala nguwe wedwa)
Buy is a uthando lwakho dali buy is a khawuleza
Aw ntombazana (uncumo lwakho) ncumo lwakho (lusandibulala) njalo (nguwe wedwa)
Ngoba sendiphi na, noba ndenza ntoni na, ngoba sekutheni na
Ewe ndibona wena wedwa