Abantu balendawo
๐ต 775 characters
โฑ๏ธ 4:17 duration
๐ ID: 3151956
๐ Lyrics
Kukhw'a bantu kule ndawo
Abafun'ubona ntwe ntle tu
Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
Bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho
Ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi
Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba
Uphalale njengabo
Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi
Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono
Abasafuni nohlala nam
Xandingena bayaphakama bahambe
Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe
Bendifunu thando njena
Kant'abantu balendawo banjaniiii
Abafunu bona ntwentle tu
Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
Ngcon'ulandili phupha lakho
Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh
Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba
Uphalale njengabo
Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu
Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
End

โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:42.95] Kukhw'a bantu kule ndawo
[00:50.75] Abafun'ubona ntwe ntle tu
[00:57.93] Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
[01:05.08] Bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho
[01:14.14] Ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi
[01:29.99] Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba
[01:39.42] Uphalale njengabo
[01:46.74] Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi
[01:54.28] Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono
[02:03.35] Abasafuni nohlala nam
[02:09.13] Xandingena bayaphakama bahambe
[02:17.94] Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe
[02:27.78] Bendifunu thando njena
[02:34.75] Kant'abantu balendawo banjaniiii
[02:42.25] Abafunu bona ntwentle tu
[02:50.07] Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya
[02:56.22] Bath'uzenza ngcono
[03:06.31] Ngcon'ulandili phupha lakho
[03:14.01] Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh
[03:22.04] Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba
[03:28.06] Uphalale njengabo
[03:38.12] Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu
[03:54.42] Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
[04:03.33] Bath'uzenza ngcono
[04:08.91] End
[04:11.17]