Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Amagama

๐Ÿ‘ค Nathi โ€ข ๐ŸŽผ Umbulelo Wam โ€ข โฑ๏ธ 5:20
๐ŸŽต 1163 characters
โฑ๏ธ 5:20 duration
๐Ÿ†” ID: 3152069

๐Ÿ“œ Lyrics

Makuded' ubumnyama kuvel' ukukhanya endleleni zam
Ndyayazi ilizwi le ndod' engenamali alivakali

Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ngamagama, oh
Ndiphelelwa ngamagama, hayi

Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyani nyani

Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama

Usistofu sam samalahle esind'khusel' ezingqeleni zobusika
Usisambulela sam selang' esindkhusel' emalangen' asehlotyen
Uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux
Andazi ndenze njani

Ndifun' amagama anenyani
Ndifun' amagam' anencasa
Ndfun' amagama anothando
Ndifun' amagama anamandla
Ndfun' amagama anothando

'Smakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
Phakathi kwezaphuselane

Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
Ngqu mhakho uyandchaza mna
Ngqu mhakho ndyakuthanda mna

Amagama, amagama,
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama
Ndiphelelwa ngamagama

Amagam' annyani
Amagam' anencasa

Ndiphelelwa ngamagama

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:17.68] Makuded' ubumnyama kuvel' ukukhanya endleleni zam
[00:24.84] Ndyayazi ilizwi le ndod' engenamali alivakali
[00:33.02] Ndyakuthanda ntombazana
[00:36.42] Ndyakthanda manyan nyani
[00:40.28] Andazi ndenze kanjani
[00:42.67] Ndyakuthanda ntombazana
[00:44.64] Mna ndyakthanda manyan nyani
[00:47.76] Andazi ndenze kanjani
[01:08.15] Ngamagama, oh
[01:16.64] Ndiphelelwa ngamagama, hayi
[01:24.00] Ndyakuthanda ntombazana
[01:26.76] Ndyakthanda manyan nyani
[01:31.21] Andazi ndenze kanjani
[01:32.97] Ndyakuthanda ntombazana
[01:35.03] Mna ndyakthanda manyan nyani
[01:38.88] Andazi ndenze kanjani
[01:41.41] Ndyakuthanda ntombazana
[01:43.44] Mna ndyakthanda manyani nyani
[01:46.92] Ndiphelelwa ngamagama
[02:15.61] Amagama, amagama, amagama
[02:32.06] Usistofu sam samalahle esind'khusel' ezingqeleni zobusika
[02:38.36] Usisambulela sam selang' esindkhusel' emalangen' asehlotyen
[02:46.35] Uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux
[02:53.81] Andazi ndenze njani
[02:57.07] Ndifun' amagama anenyani
[02:58.92] Ndifun' amagam' anencasa
[03:02.09] Ndfun' amagama anothando
[03:05.83] Ndifun' amagama anamandla
[03:07.72] Ndfun' amagama anothando
[03:14.17] 'Smakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
[03:19.79] Phakathi kwezaphuselane
[03:22.60] Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
[03:32.61] Ngqu mhakho uyandchaza mna
[03:35.22] Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
[03:47.42] Amagama, amagama,
[03:56.70] Ndiphelelwa ngamagama
[04:30.90] Amagama, amagama, amagama
[04:38.76] Ndiphelelwa ngamagama
[04:55.87] Amagam' annyani
[04:58.84] Amagam' anencasa
[05:11.51] Ndiphelelwa ngamagama
[05:16.27]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings