Mphefulo wam
๐ต 166 characters
โฑ๏ธ 4:53 duration
๐ ID: 3183589
๐ Lyrics
Mus'uko yika mphefumlo wam iyondikhap'inkosi yam, ndizoyananyo andoyiki nto ithi'zaemva kwam
Ayisemnandi intliziyo yam isimanga mthetheleli andazi nam kwenzeke njani
Ayisemnandi intliziyo yam isimanga mthetheleli andazi nam kwenzeke njani