Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Ubomi Abumanga

๐Ÿ‘ค Sun-El Musician feat. Msaki โ€ข ๐ŸŽผ To the World & Beyond โ€ข โฑ๏ธ 5:33
๐ŸŽต 834 characters
โฑ๏ธ 5:33 duration
๐Ÿ†” ID: 6710939

๐Ÿ“œ Lyrics

Bekukudala ngoko useneminqweno
Khawude uwele ibhulorho uze nganeno
Bekukudala ngoko usenazinjongo
Khawude uwele ibhulorho, uze nguyenaneno
Sasikhule sonke
Sphupha emazulwini
Scakamel'ilanga (scakamela'ilanga)
Yiza ndikhumbuze

Ubomi abumanga
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho

Vul'amehlo ujonge
Noba aklulanga
Ntaka zivukile
Ubomi abumanga
Izakhono zakho, neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubomi abumanga
Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
Lizophum'ilanga (lizophum'ilanga)
Yiza ndikukhumbuze

Ubomi abumanga
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[01:43.99] Bekukudala ngoko useneminqweno
[01:50.82] Khawude uwele ibhulorho uze nganeno
[01:52.48] Bekukudala ngoko usenazinjongo
[01:54.03] Khawude uwele ibhulorho, uze nguyenaneno
[01:55.98] Sasikhule sonke
[01:58.31]
[02:00.85] Sphupha emazulwini
[02:04.33] Scakamel'ilanga (scakamela'ilanga)
[02:06.57] Yiza ndikhumbuze
[02:11.17] Ubomi abumanga
[02:13.44]
[02:28.95] Asoze abekho ofana nawe
[02:32.76] Ofana nawe, soze abekho
[02:37.17] Asoze abekho ofana nawe
[02:41.25] Ofana nawe, soze abekho
[02:45.66] Vul'amehlo ujonge
[02:47.62] Noba aklulanga
[02:49.39] Ntaka zivukile
[02:51.53] Ubomi abumanga
[02:53.35] Izakhono zakho, neziphiwo zakho
[02:57.64] Azikuphelelanga
[02:59.78] Ubomi abumanga
[03:01.73] Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
[03:05.32] Lizophum'ilanga (lizophum'ilanga)
[03:09.94] Yiza ndikukhumbuze
[03:13.90] Ubomi abumanga
[03:16.34]
[03:18.48] Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
[03:22.27] Ofana nawe, soze abekho
[03:27.12] Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
[03:30.53] Ofana nawe, soze abekho
[03:34.02] Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
[03:38.37]
[03:41.41] Ofana nawe, soze abekho
[03:43.19] Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
[03:45.11] Ofana nawe, soze abekho
[03:49.20]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings