Bantu Biko Street
๐ต 1231 characters
โฑ๏ธ 5:00 duration
๐ ID: 7311176
๐ Lyrics
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw' imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
Akuthengwa
(Kuphil' akuthengwa)
Yintoni leyo
(Kuphil' akuthengwa)
Khuza wena
Asinakuyazi, hayi isimanga
Nawe Mongameli
Xa ubon' abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis' abantwana bethu
(Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
(Sihamba nzima)
Siyazama
(Sihamba nzima)
Khuza wena
(Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
()
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
(Wawukhona)
Besithathela konke
(Wawukhona)
Sakhal' inyembezi
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
Hamba njalo
(Hamba njalo)
Sukoyika
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
()
End...
Composer and Author:
SIMPHIWE DANA
2007
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw' imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
Akuthengwa
(Kuphil' akuthengwa)
Yintoni leyo
(Kuphil' akuthengwa)
Khuza wena
Asinakuyazi, hayi isimanga
Nawe Mongameli
Xa ubon' abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis' abantwana bethu
(Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
(Sihamba nzima)
Siyazama
(Sihamba nzima)
Khuza wena
(Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
()
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
(Wawukhona)
Besithathela konke
(Wawukhona)
Sakhal' inyembezi
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
Hamba njalo
(Hamba njalo)
Sukoyika
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
()
End...
Composer and Author:
SIMPHIWE DANA
2007
โฑ๏ธ Synced Lyrics
[00:21.55] Noba esisipaji
[00:31.12] Singenayw' imali
[00:33.51] Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
[00:40.25] Wathi qala ngaphakathi
[00:42.61] Noba esisiqhova
[00:45.38] Singenasidima
[00:46.42] Ndosithwala dade
[00:48.87] Andinakuxelelwa
[00:51.59] Ngugi wandifundisa
[00:55.30] Andinayw' imali
[01:23.68] Yokuthenga zonke
[01:25.81] (Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
[01:30.94] Kodwa ndakuthusa
[01:31.92] Xa kuthiwa makuyiwe
[01:34.91] (Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
[01:36.89] Akuthengwa
[01:38.91] (Kuphil' akuthengwa)
[01:40.35] Yintoni leyo
[01:41.45] (Kuphil' akuthengwa)
[01:42.45] Khuza wena
[01:43.55] Asinakuyazi, hayi isimanga
[01:48.19] Nawe Mongameli
[01:50.32] Xa ubon' abantu bakho
[01:52.42] (Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
[01:56.44] Wena Mongameli
[01:58.19] Fundis' abantwana bethu
[02:00.84] (Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
[02:04.91] Sihamba nzima
[02:06.83] (Sihamba nzima)
[02:07.43] Siyazama
[02:08.59] (Sihamba nzima)
[02:09.37] Khuza wena
[02:10.15] (Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
[02:12.10] ()
[02:41.53] Sizwe esimnyama
[03:08.88] Soya njalo phambili
[03:10.66] (Soya njalo phambili xa sime sibanye)
[03:15.85] Sizwe esintsundu
[03:17.93] Ungayek' ukukhathala
[03:20.15] (Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
[03:23.84] Wawukhona
[03:25.20] (Wawukhona)
[03:25.77] Besithathela konke
[03:26.87] (Wawukhona)
[03:27.61] Sakhal' inyembezi
[03:29.28] (Thina sobabini sivela eGolgotha)
[03:33.56] Emaphupheni nasezitoyitoyini
[03:37.32] (Singa singahlala siyikhangela ihambo)
[03:41.44] Ezingcingeni nasezinkonzweni
[03:46.02] (Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
[03:49.78] Hamba njalo
[03:50.90] (Hamba njalo)
[03:51.69] Sukoyika
[03:52.99] (Hamba njalo)
[03:53.82] Ngoba kufanele
[03:55.63] Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
[03:58.89] ()
[04:52.45] End...
[04:58.34] Composer and Author:
[04:58.91] SIMPHIWE DANA
[04:58.99] 2007
[04:59.02]
[00:31.12] Singenayw' imali
[00:33.51] Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
[00:40.25] Wathi qala ngaphakathi
[00:42.61] Noba esisiqhova
[00:45.38] Singenasidima
[00:46.42] Ndosithwala dade
[00:48.87] Andinakuxelelwa
[00:51.59] Ngugi wandifundisa
[00:55.30] Andinayw' imali
[01:23.68] Yokuthenga zonke
[01:25.81] (Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
[01:30.94] Kodwa ndakuthusa
[01:31.92] Xa kuthiwa makuyiwe
[01:34.91] (Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
[01:36.89] Akuthengwa
[01:38.91] (Kuphil' akuthengwa)
[01:40.35] Yintoni leyo
[01:41.45] (Kuphil' akuthengwa)
[01:42.45] Khuza wena
[01:43.55] Asinakuyazi, hayi isimanga
[01:48.19] Nawe Mongameli
[01:50.32] Xa ubon' abantu bakho
[01:52.42] (Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
[01:56.44] Wena Mongameli
[01:58.19] Fundis' abantwana bethu
[02:00.84] (Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
[02:04.91] Sihamba nzima
[02:06.83] (Sihamba nzima)
[02:07.43] Siyazama
[02:08.59] (Sihamba nzima)
[02:09.37] Khuza wena
[02:10.15] (Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
[02:12.10] ()
[02:41.53] Sizwe esimnyama
[03:08.88] Soya njalo phambili
[03:10.66] (Soya njalo phambili xa sime sibanye)
[03:15.85] Sizwe esintsundu
[03:17.93] Ungayek' ukukhathala
[03:20.15] (Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
[03:23.84] Wawukhona
[03:25.20] (Wawukhona)
[03:25.77] Besithathela konke
[03:26.87] (Wawukhona)
[03:27.61] Sakhal' inyembezi
[03:29.28] (Thina sobabini sivela eGolgotha)
[03:33.56] Emaphupheni nasezitoyitoyini
[03:37.32] (Singa singahlala siyikhangela ihambo)
[03:41.44] Ezingcingeni nasezinkonzweni
[03:46.02] (Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
[03:49.78] Hamba njalo
[03:50.90] (Hamba njalo)
[03:51.69] Sukoyika
[03:52.99] (Hamba njalo)
[03:53.82] Ngoba kufanele
[03:55.63] Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
[03:58.89] ()
[04:52.45] End...
[04:58.34] Composer and Author:
[04:58.91] SIMPHIWE DANA
[04:58.99] 2007
[04:59.02]