Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Emaphupeni (feat. Babalwa M & Makhanj)

๐Ÿ‘ค Kelvin Momo feat. Babalwa M & Makhanj โ€ข ๐ŸŽผ Amukelani โ€ข โฑ๏ธ 9:09
๐ŸŽต 1721 characters
โฑ๏ธ 9:09 duration
๐Ÿ†” ID: 7639954

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Dali wami andikwazi nokulala (Andikwazi nokulala)
Ndivuswa ngama phupho nawe
Ndifisa ukuhlala nawe ('Fisa ukuhlala nawe)
Ungenza ngibe namahloni (Ungenza ngibe namahloni)
Ngiyacwayiza, Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza)
Ungenza ngibe namahloni (Eh eh eh eh)
Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza) Ngiyamoyiza
Dali wami andikwazi nokulala
Ndivuswa ngama phupho nawe
Ndifisa ukuhlala nawe
Ungenza ngibe namahloni
Ngiyamoyiza ai ai ai eh
Ndibona wena emaphupeni
Ngikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndikhulule khulule abaningi bayangi phazamisa
Khulule khulule abaningi uyandi phazamisa
Andilali ebusuku ndibona wena kuphela
Andisazi ndingenzani na
Ndingenzani na, Sondela la kimi
Ndiyakufuna ndikufuna
Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[01:43.28] Ndibona wena emaphupeni
[01:47.05] Ndikulindile nase'kuseni
[01:51.63] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[01:56.03] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[01:59.98] Ndibona wena emaphupeni
[02:04.15] Ndikulindile nase'kuseni
[02:08.66] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[02:13.28] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[02:17.52]
[02:52.62] Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
[03:00.91] Ndicinga ngawe njalo imihla yonke
[03:10.11] Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
[03:18.84] Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
[03:28.36] Dali wami andikwazi nokulala (Andikwazi nokulala)
[03:36.22] Ndivuswa ngama phupho nawe
[03:39.62] Ndifisa ukuhlala nawe ('Fisa ukuhlala nawe)
[03:44.93] Ungenza ngibe namahloni (Ungenza ngibe namahloni)
[03:49.11] Ngiyacwayiza, Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza)
[03:54.17] Ungenza ngibe namahloni (Eh eh eh eh)
[03:57.22] Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza) Ngiyamoyiza
[04:02.06]
[04:06.13] Dali wami andikwazi nokulala
[04:13.63] Ndivuswa ngama phupho nawe
[04:18.29] Ndifisa ukuhlala nawe
[04:22.05] Ungenza ngibe namahloni
[04:26.59] Ngiyamoyiza ai ai ai eh
[04:34.44] Ndibona wena emaphupeni
[04:38.39] Ngikulindile nase'kuseni
[04:42.67] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[04:47.08] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[04:51.38] Ndibona wena emaphupeni ndikulindile nase'kuseni
[04:59.80] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[05:04.13] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[05:08.22]
[05:25.27] Ndikhulule khulule abaningi bayangi phazamisa
[05:34.26] Khulule khulule abaningi uyandi phazamisa
[05:42.66] Andilali ebusuku ndibona wena kuphela
[05:51.01] Andisazi ndingenzani na
[05:57.74] Ndingenzani na, Sondela la kimi
[06:01.92] Ndiyakufuna ndikufuna
[06:06.42]
[06:34.17] Ndibona wena emaphupeni
[06:38.41] Ndikulindile nase'kuseni
[06:42.85] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[06:47.18] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[06:51.33] Ndibona wena emaphupeni
[06:55.39] Ndikulindile nase'kuseni
[06:59.85] Ndicela uze la kimi ziveze kimi
[07:04.16] Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
[07:09.41] Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
[07:18.38] Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
[07:27.57] Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
[07:36.99] Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
[07:43.21]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings