Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Andzazi

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Naninina โ€ข โฑ๏ธ 4:08
๐ŸŽต 1105 characters
โฑ๏ธ 4:08 duration
๐Ÿ†” ID: 8295513

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndidibene naw' izolo uhamba naye
Yavel' inhliziyo yam yophuka
Ndidibene naw' izolo uhamba naye
Yavel' inhliziyo yam yophuka
Bath' uzenzile kakhalelwa
Kodwa angkwaz' ukubon' uhamba nomnye
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

(Andzazi nto bayintoni ngaphandle kwakho)
(Andzazi nto bayintoni ngaphandle kwakho)
(Mizamo yam yophelelaphi ngaphandle kwakho)
Mizamo yam yophelelaphi ngaphandle kwakho

Ey yaah ah!
Nabahlobo bam bayandibuza, ngabe kuphelile oh manyani
Ndibaphendule ndithini na sthandwa sami
Ndixakekile Sthandwa sam, mina ndibhidekile na ay yintoni na
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

(Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
(Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
(Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
(Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
(Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
(Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
(Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
(Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)

Ooooh ooh wooo ooh wooo
Andzazi nto bayintoni na ndindedwa
Andzazi nto bayintoni na ndinjenje kuwe babe
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:15.15] Ndidibene naw' izolo uhamba naye
[00:22.14] Yavel' inhliziyo yam yophuka
[00:30.11] Ndidibene naw' izolo uhamba naye
[00:37.13] Yavel' inhliziyo yam yophuka
[00:44.76] Bath' uzenzile kakhalelwa
[00:47.35] Kodwa angkwaz' ukubon' uhamba nomnye
[00:51.45] Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe
[00:58.31] (Andzazi nto bayintoni ngaphandle kwakho)
[01:05.86] (Andzazi nto bayintoni ngaphandle kwakho)
[01:12.81] (Mizamo yam yophelelaphi ngaphandle kwakho)
[01:20.10] Mizamo yam yophelelaphi ngaphandle kwakho
[01:29.06] Ey yaah ah!
[01:36.18] Nabahlobo bam bayandibuza, ngabe kuphelile oh manyani
[01:50.27] Ndibaphendule ndithini na sthandwa sami
[01:58.22] Ndixakekile Sthandwa sam, mina ndibhidekile na ay yintoni na
[02:12.52] Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe
[02:19.37] (Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
[02:26.66] (Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
[02:33.94] (Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
[02:41.27] (Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
[02:48.71] (Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
[02:56.36] (Andzazi nto bayintoni na ngaphandle kwakho)
[03:03.48] (Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
[03:10.36] (Mizamo yami yophelelaphi ngaphandle kwakho)
[03:18.05] Ooooh ooh wooo ooh wooo
[03:26.33] Andzazi nto bayintoni na ndindedwa
[03:34.44] Andzazi nto bayintoni na ndinjenje kuwe babe
[03:49.70] Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe
[03:59.69]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings