Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Loli

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Walk Into Light โ€ข โฑ๏ธ 5:04
๐ŸŽต 1396 characters
โฑ๏ธ 5:04 duration
๐Ÿ†” ID: 8296024

๐Ÿ“œ Lyrics

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Loli baby wam
Kutheni ungathi ufunu kuchaz'abantu
Kubo bendikukhethile mna
Hee ndithi nawe baby wavumelana nam
Baby nawe uyazi makukuhle
Abantu bathand'ukfaku nyawo
Bohlala benomona
Wenungowam! nodoli wam
Hee ngithi baby uthandwa ndim, uthandwa ndim Loli!

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam ...
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Xa k'phuma le ndlini mina ngiyosal' etown
Basale bona bexokama igama lam
Hhe Loli musuba khona batheth' intengekhoyo
Iphuthelwe yona themba mina sweety love ohh
Ungowami ndingowakho never xandi jikelwa uSatane
Sthanda ngivumele sibonisane uma uvele uqoqe uhambe
Kanti kuthini ungandibuzi bakholelwe abantu

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:04.68] Loli lovey wam
[00:10.66] Yintoni undenza nje mna
[00:16.03] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[00:22.93] Celungandi shiyi themba lam
[00:29.55] Loli lovey wam
[00:35.18] Yintoni undenza nje mna
[00:41.15] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[00:47.89] Celungandi shiyi themba lam
[00:56.68] Loli baby wam
[01:00.44] Kutheni ungathi ufunu kuchaz'abantu
[01:06.67] Kubo bendikukhethile mna
[01:12.20] Hee ndithi nawe baby wavumelana nam
[01:18.97] Baby nawe uyazi makukuhle
[01:24.69] Abantu bathand'ukfaku nyawo
[01:28.82] Bohlala benomona
[01:31.38] Wenungowam! nodoli wam
[01:36.70] Hee ngithi baby uthandwa ndim, uthandwa ndim Loli!
[01:44.05] Loli lovey wam
[01:49.14] Yintoni undenza nje mna
[01:54.76] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[02:01.77] Celungandi shiyi themba lam ...
[02:08.97] Loli lovey wam
[02:14.44] Yintoni undenza nje mna
[02:21.87] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[02:27.27] Celungandi shiyi themba lam
[02:33.28] Xa k'phuma le ndlini mina ngiyosal' etown
[02:38.13] Basale bona bexokama igama lam
[02:41.44] Hhe Loli musuba khona batheth' intengekhoyo
[02:47.69] Iphuthelwe yona themba mina sweety love ohh
[02:53.87] Ungowami ndingowakho never xandi jikelwa uSatane
[02:58.22] Sthanda ngivumele sibonisane uma uvele uqoqe uhambe
[03:10.38] Kanti kuthini ungandibuzi bakholelwe abantu
[03:23.52] Loli lovey wam
[03:28.77] Yintoni undenza nje mna
[03:35.11] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[03:41.48] Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
[03:48.14] Loli lovey wam
[03:53.66] Yintoni undenza nje mna
[04:00.06] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[04:06.32] Celungandi shiyi themba lam
[04:12.39] Loli lovey wam
[04:18.64] Yintoni undenza nje mna
[04:24.92] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[04:31.18] Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
[04:36.63] Loli lovey wam
[04:43.83] Yintoni undenza nje mna
[04:49.75] Bendith ungowam, nam ndingowakho
[04:55.64] Celungandi shiyi themba lam
[05:03.09]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings