Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Ndizakulinda

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Manyan-nyan โ€ข โฑ๏ธ 4:25
๐ŸŽต 1025 characters
โฑ๏ธ 4:25 duration
๐Ÿ†” ID: 8296180

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang 'ikwaz uklinda

Inene, uthando ngenyinto
Inene, ndikuthandile
Kulomhlaba izinto zingeny'indlela
Ndakuthembisa ukulinda
Inhliziyo yala

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang'ikwazuklinda

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Woo nana
Kodwa inhliziyo yam akhang'ikwazuklinda

Kaloku, nhliziyw'iyazilawula
Kaloku, naw'umthwalo iwethwele
Ezandleni
Ezandleni zakho
Uzungayikhaleli
Intlungu endiyenze kuwe

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda,
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

Ewe
Ewe
Mna ndiyavuma
(Ndithe ndizakulinda)

Kodwa, kodwa kwenzeni kumi
Ndim andiyongilosi, andiyongilosi
Ndiyi ndoda egcin'izithembiso zayo
Wena wenza kwanzima

Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:02.17] Ndithe ndizakulinda
[00:05.17] Phofu ndalinda
[00:09.18] Kodwa inhliziyo yam
[00:13.23] Ayikhang 'ikwaz uklinda
[00:17.84] Inene, uthando ngenyinto
[00:25.98] Inene, ndikuthandile
[00:34.47] Kulomhlaba izinto zingeny'indlela
[00:43.92] Ndakuthembisa ukulinda
[00:50.27] Inhliziyo yala
[00:54.22] Ndithe ndizakulinda
[00:58.16] Phofu ndalinda
[01:03.40] Kodwa inhliziyo yam
[01:08.87] Ayikhang'ikwazuklinda
[01:12.33] Ndithe ndizakulinda
[01:16.86] Phofu ndalinda
[01:20.96] Woo nana
[01:23.71] Kodwa inhliziyo yam akhang'ikwazuklinda
[01:30.69] Kaloku, nhliziyw'iyazilawula
[01:39.93] Kaloku, naw'umthwalo iwethwele
[01:48.62] Ezandleni
[01:52.87] Ezandleni zakho
[01:57.32] Uzungayikhaleli
[02:02.33] Intlungu endiyenze kuwe
[02:06.94] Ndithe ndizakulinda
[02:11.13] Phofu ndakulinda
[02:17.09] Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
[02:24.69] Ndithe ndizakulinda
[02:30.29] Phofu ndakulinda,
[02:36.06] Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
[02:43.46] Ewe
[02:46.73] Ewe
[02:48.64] Mna ndiyavuma
[02:51.84] (Ndithe ndizakulinda)
[02:55.42] Kodwa, kodwa kwenzeni kumi
[03:01.47] Ndim andiyongilosi, andiyongilosi
[03:07.18] Ndiyi ndoda egcin'izithembiso zayo
[03:12.10] Wena wenza kwanzima
[03:20.64] Phofu ndalinda
[03:30.00] Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
[03:39.57] Ndithe ndizakulinda
[03:44.56] Phofu ndakulinda
[03:51.07] Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
[03:58.87] Ndithe ndizakulinda
[04:02.23] Phofu ndalinda
[04:07.60] Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
[04:15.63]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings