Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Thandiwe (Bonus Track) [2015 Release]

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Naninina โ€ข โฑ๏ธ 4:02
๐ŸŽต 1153 characters
โฑ๏ธ 4:02 duration
๐Ÿ†” ID: 8296489

๐Ÿ“œ Lyrics

Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe

Kwasekuqaleni
Wawungu Thandiwe wam
Ndingafuna nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu iyeah
Izinto zajika, bekutheni na?
Oh ndisele ndicinga

Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe, iyeah iyeah?
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe iyea iyeah?

Ngoluthando
Nd'cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho

Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe mntakwethu (Thandiwe wam)
Kushiyeke icinga

(Ndicinga ngab' ubusuku nemini) ngay' imini
Mntakwethu kwenze njani
Ingabe kuphelile (phakathi kwam nawe?) No, no, no, no
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
(Phakathi) phakathi kwam nawe?

Ndihlala ndicinga ngaw' (ndicinga ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani) bekutheni na?
(Phakathi kwam nawe iyeah iyeah?) phakathi kwam nawe, phakathi kwam nawe
(Ndihlala ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani) hayibo
(Phakathi kwam nawe) iyeah iyeah
B-b-b-b-baby baby baby baby!

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:06.74] Thandiwe
[00:10.80] Thandiwe
[00:15.22] Thandiwe
[00:20.60] Kwasekuqaleni
[00:24.12] Wawungu Thandiwe wam
[00:29.72] Ndingafuna nokuva nto
[00:37.40] Xa ndicinga ndiva ubuhlungu iyeah
[00:45.93] Izinto zajika, bekutheni na?
[00:53.16] Oh ndisele ndicinga
[00:55.91] Ndicinga ngab' ubusuku nemini
[01:02.63] Mntakwethu kwenze njani
[01:07.32] Phakathi kwam nawe, iyeah iyeah?
[01:13.25] Ndicinga ngab' ubusuku nemini
[01:19.33] Mntakwethu kwenze njani
[01:24.37] Phakathi kwam nawe iyea iyeah?
[01:29.81] Ngoluthando
[01:31.30] Nd'cela sihlale sibonisane
[01:33.46] Singayek' umhlaba asihlukanise
[01:35.49] Kudala siwa mina nawe baby
[01:37.69] Kodwa sihlala thina sibambile
[01:40.16] Ew' emhlaben kunzima
[01:42.15] Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
[01:44.94] Thandiwe (Thandiwe)
[01:49.24] Thandiwe (Thandiwe)
[01:53.35] Thandiwe (Thandiwe)
[01:57.79] Thandiwe mntakwethu (Thandiwe wam)
[02:02.15] Kushiyeke icinga
[02:04.61] (Ndicinga ngab' ubusuku nemini) ngay' imini
[02:11.28] Mntakwethu kwenze njani
[02:15.93] Ingabe kuphelile (phakathi kwam nawe?) No, no, no, no
[02:22.03] Ndicinga ngab' ubusuku nemini
[02:27.64] Mntakwethu kwenze njani
[02:32.36] (Phakathi) phakathi kwam nawe?
[02:37.38] Ndihlala ndicinga ngaw' (ndicinga ngaw' ubusuku nemini)
[02:45.70] (Mntakwethu kwenze njani) bekutheni na?
[02:49.89] (Phakathi kwam nawe iyeah iyeah?) phakathi kwam nawe, phakathi kwam nawe
[02:55.03] (Ndihlala ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
[03:02.33] (Mntakwethu kwenze njani) hayibo
[03:07.09] (Phakathi kwam nawe) iyeah iyeah
[03:09.79] B-b-b-b-baby baby baby baby!
[03:15.61]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings