Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Xandingakuthemba

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Naninina โ€ข โฑ๏ธ 4:20
๐ŸŽต 961 characters
โฑ๏ธ 4:20 duration
๐Ÿ†” ID: 8296758

๐Ÿ“œ Lyrics

Xa ndingakuthemba
Mhlaw'mbi kungalunga
Mhlaw'mbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe, yeah oh-oh

Kodwa awthembakali
Kanti ukukhula nini
Kutheni njena
Ufuy'izintshaba hoooo

Baby lonto ayilunganga yhooo
Lent'oyenzayo
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi

Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
Ndikwenzela konke
Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
Ndikwenzela konke, heyi yhoo

Xa ndihleli ndodwa, xa ndihleli ndedwa
Ndith'andisakufuni kuphelile, kuphelile heee
Kodwa xa ndinaye, xa ndinaye hooo hooo
Ndibanjwa luthando ndibethwe luvalo
Yheeee hooo
Uliculo elimnandi endlebeni zam uyingoma heeey
Ndinothando ngaphakathi yhoooouu baby yhoooouu baby
Masambe ke, masambe ke
Mna nawe, mna nawe... mna nawe whoooo whoo whoo whoo whoo

Xa ndingakuthemba mhlaw'mbi kungalunga
Mhlaw'mbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe yheeee hoooo

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:03.00] Xa ndingakuthemba
[00:05.97] Mhlaw'mbi kungalunga
[00:08.93] Mhlaw'mbi izinto zingalunga
[00:13.96] Phakathi kwam nawe, yeah oh-oh
[00:26.86] Kodwa awthembakali
[00:29.61] Kanti ukukhula nini
[00:32.80] Kutheni njena
[00:36.23] Ufuy'izintshaba hoooo
[00:42.62] Baby lonto ayilunganga yhooo
[00:47.87] Lent'oyenzayo
[00:51.42] Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
[01:04.24] Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
[01:16.35] Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
[01:28.43] Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
[01:40.98]
[02:04.69] Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
[02:09.89] Ndikwenzela konke
[02:16.49] Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
[02:22.76] Ndikwenzela konke, heyi yhoo
[02:28.86] Xa ndihleli ndodwa, xa ndihleli ndedwa
[02:35.13] Ndith'andisakufuni kuphelile, kuphelile heee
[02:42.04] Kodwa xa ndinaye, xa ndinaye hooo hooo
[02:55.84] Ndibanjwa luthando ndibethwe luvalo
[03:00.42] Yheeee hooo
[03:05.37] Uliculo elimnandi endlebeni zam uyingoma heeey
[03:13.48] Ndinothando ngaphakathi yhoooouu baby yhoooouu baby
[03:24.80] Masambe ke, masambe ke
[03:30.54] Mna nawe, mna nawe... mna nawe whoooo whoo whoo whoo whoo
[03:42.50] Xa ndingakuthemba mhlaw'mbi kungalunga
[03:47.97] Mhlaw'mbi izinto zingalunga
[03:54.26] Phakathi kwam nawe yheeee hoooo
[04:09.07]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings