Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

ZIphi Inkomo Remake

๐Ÿ‘ค Moneoa โ€ข ๐ŸŽผ Ziphi Inkomo โ€ข โฑ๏ธ 4:42
๐ŸŽต 993 characters
โฑ๏ธ 4:42 duration
๐Ÿ†” ID: 8296797

๐Ÿ“œ Lyrics

Liqalile ixesha lethu empilweni
Ano fiku Moshe
Awno thandu unsole
Ufuna ntoni na?

Liqalile ixesha lethu empilweni
Awno geza nxole
Ujike futhi' uphinde
Awukhulanga Na?

Ziphi, ziphi inkomo zakho,
Liphi ithemba lakho?
Mna Andiyi ndawo
Sthandwa sam

Ndiyabuza
Ziphi ziphi inkomo zakho
Liphi ithemba lakho
Mna Andiyi ndawo sthandwa sam
Abanye ba ya le, ba ya le
Ba ya lena, ba ya leeeh
Ba ya leeh
Mna Andiyi ndawo

Abanye ba le, ba ya le
Ba ya lena, ba ya leeeh
Ba ya leeeh
Ooh Andiyi ndawo
Liqhalile ixesha lethu empilweni
Uyaz'bon' und'fumene
Uyaz'bon' ugqibile
Sokuzisokolisa, yoyo!

Liqalile ixesha lethu empilweni
Mna ndahlala nawe
Nase bumnyameni
Ulinde ntoni na, haibo!
Ziphi ziphi inkomo zakho
Liphi ithemba lakho
Mna Andiyi ndawo
Sthandwa sam

Ndiyabuza
Ziphi ziphi inkomo zakho
Liphi ithemba lakho
Mna Andiyi ndawo
Sthandwa sami

Hay Abanye ba ya le
Ba ya le, ba ya lena
Ba ya leeeh, ba ya leeh
Mna andyi ndawo

Abanye ba ya le
Ba ya le, ba ya lena
Ba ya leeeh, ba ya leeeh
Andiyi ndawo

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings