Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

And' Zanzi

๐Ÿ‘ค Vusi Nova โ€ข ๐ŸŽผ Did It for Love โ€ข โฑ๏ธ 4:09
๐ŸŽต 1496 characters
โฑ๏ธ 4:09 duration
๐Ÿ†” ID: 8296803

๐Ÿ“œ Lyrics

Ndidibene nawe izolo, uhamba naye
Yaveli inhliziyo yami yophuka
Ndidibene nawe izolo, hhey uhamba naye
Yona yaveli inhliziyo yami yophuka

Bathi uzenzile akakhalelwa, kodwa andikwazi kukbon' uhamba nom'nye
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Oh ooh ooh hoo oh oh oh

Abahlobo bami bayandibuza yeah eh hey
Ngabe kuphelile oh manyani? Ndibaphendule ndithini na?
Sthandwa sami ndixakekile sthandwa sami!
Mna ndibhidekile mna yintoni na?
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?

Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho

Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho

Iyeah iyeah eeh andizazi
Andizazinto k'bayinti na ndindedwa
Andizazinto k'bayinti na ndinje nje kuwe baby
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:22.55] Ndidibene nawe izolo, uhamba naye
[00:29.99] Yaveli inhliziyo yami yophuka
[00:37.34] Ndidibene nawe izolo, hhey uhamba naye
[00:44.79] Yona yaveli inhliziyo yami yophuka
[00:51.67] Bathi uzenzile akakhalelwa, kodwa andikwazi kukbon' uhamba nom'nye
[00:58.98] Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
[01:05.88] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[01:13.20] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[01:20.63] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[01:27.57] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[01:34.56] Oh ooh ooh hoo oh oh oh
[01:44.26] Abahlobo bami bayandibuza yeah eh hey
[01:51.51] Ngabe kuphelile oh manyani? Ndibaphendule ndithini na?
[02:01.54] Sthandwa sami ndixakekile sthandwa sami!
[02:12.93] Mna ndibhidekile mna yintoni na?
[02:19.97] Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
[02:26.81] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[02:31.75] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[02:41.38] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[02:48.33] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[02:56.29] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[03:04.15] Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
[03:10.96] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[03:17.91] Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
[03:25.98] Iyeah iyeah eeh andizazi
[03:33.57] Andizazinto k'bayinti na ndindedwa
[03:41.69] Andizazinto k'bayinti na ndinje nje kuwe baby
[03:55.61] Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
[04:08.40]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings