Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

Intliziyo

๐Ÿ‘ค Nathi โ€ข ๐ŸŽผ Buyelekhaya โ€ข โฑ๏ธ 4:47
๐ŸŽต 1238 characters
โฑ๏ธ 4:47 duration
๐Ÿ†” ID: 9277045

๐Ÿ“œ Lyrics

Wuuuu wu wu wuuu
Kukhwi ndawo intliziyo
Wayenz'uthixo yafihlakala
Kukhwi ndawo intliziyo
Wayenz'uthixo yafihlakala

Angekuzazi ingcinga zomntu
Nendlela zakhe zaziwa nguye
Angekuzazi ingcinga zomntu
Nendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti, zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani
Kanti, zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani

Undihlambe intliziyo
Ndingekalali kobubuthongo
Undihlambe ezonweni
Ndingekalali kobubuthongo

Angekuzazi ingcinga zomntu
Nendlela zakhe zaziwa nguye
Angekuzazi ingcinga zomntu
Nendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani

Ingakwenza uzibuzi imibuzo engaphendulekiyo
Ingakwenza ungalali ebusuku
Ingakufaka ezintweni
Intliziyo yakho
Ingakufaka ezintweni
Intliziyo yakho

Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena ukwakho
Uhamba kanjani

Lent'uyenzayo sejele wena ukwakho
Noba wenzani uzenzela wena
Lent'uyenzayo zisetshe ngokwakho
Noba wenzani uzenzela wena

Kanti zisetshe wena ngokwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena ngokwakho
Uhamba kanjani

Kukhwi ndawo intliziyo
Wayenz'uthixo yafihlakala
Kukhwi ndawo intliziyo
Wayenz'uthixo yafihlakala

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:20.10] Wuuuu wu wu wuuu
[00:21.78] Kukhwi ndawo intliziyo
[00:25.84] Wayenz'uthixo yafihlakala
[00:29.90] Kukhwi ndawo intliziyo
[00:36.03] Wayenz'uthixo yafihlakala
[00:40.35]
[00:42.78] Angekuzazi ingcinga zomntu
[00:45.81] Nendlela zakhe zaziwa nguye
[00:53.87] Angekuzazi ingcinga zomntu
[00:58.95] Nendlela zakhe ahamba ngazo
[01:03.46] Kanti, zisetshe wena ukwakho
[01:04.42] Uhamba kanjani
[01:06.85] Kanti, zisetshe wena ukwakho
[01:09.04] Uhamba kanjani
[01:11.74]
[01:16.63] Undihlambe intliziyo
[01:22.54] Ndingekalali kobubuthongo
[01:32.81] Undihlambe ezonweni
[01:40.41] Ndingekalali kobubuthongo
[01:45.21] Angekuzazi ingcinga zomntu
[01:47.53] Nendlela zakhe zaziwa nguye
[01:52.73] Angekuzazi ingcinga zomntu
[01:56.10] Nendlela zakhe ahamba ngazo
[02:02.18] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:03.37] Uhamba kanjani
[02:04.45] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:05.61] Uhamba kanjani
[02:06.83] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:07.84] Uhamba kanjani
[02:08.66] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:09.40] Uhamba kanjani
[02:12.19] Ingakwenza uzibuzi imibuzo engaphendulekiyo
[02:13.00] Ingakwenza ungalali ebusuku
[02:13.90] Ingakufaka ezintweni
[02:14.77] Intliziyo yakho
[02:15.65] Ingakufaka ezintweni
[02:16.49] Intliziyo yakho
[02:19.10] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:19.73] Uhamba kanjani
[02:20.41] Kanti zisetshe wena ukwakho
[02:21.27] Uhamba kanjani
[02:24.00] Lent'uyenzayo sejele wena ukwakho
[02:24.67] Noba wenzani uzenzela wena
[02:25.59] Lent'uyenzayo zisetshe ngokwakho
[02:26.34] Noba wenzani uzenzela wena
[02:29.00] Kanti zisetshe wena ngokwakho
[02:29.81] Uhamba kanjani
[02:30.69] Kanti zisetshe wena ngokwakho
[02:31.41] Uhamba kanjani
[02:33.92] Kukhwi ndawo intliziyo
[02:35.90] Wayenz'uthixo yafihlakala
[02:37.64] Kukhwi ndawo intliziyo
[02:39.06] Wayenz'uthixo yafihlakala
[02:41.01]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings