Ndizozisola
๐ต 979 characters
โฑ๏ธ 5:14 duration
๐ ID: 9277435
๐ Lyrics
Vuthulula ezongcingo
Ezontlungu
Ndifuna nje undithande
Ndifuna undithembe
Nentlonipho
Ndifuna siphile ngothando
Ndifuna siphile ngoxolo
Nentlonipho
Yithi nje ndikuxelele inyani
Ngoba ngelinye lamalanga
Lizaku ndisindisa
Mehl'wamadala sthandwa sentliziyo yami
Sekudala sagqibelana
Kodw'uthando lona lusasekhona
Lubonakala ebusweni bakho
Imincili yomzimba wam
Yona ifuna wena wedwa qha
Bekisandla emagxeni am
Masiluve olu thando naphakade
Bekisandla emagxeni am
Masivuseleleke ngonaphakade
Ndizozisola
Xandinoyekelelwa nguwe
Ndizozisola xa ndingalahlekelwa nguwe
Masihambe siye kwa ntliziyo ndise
Akho namunye umuntu oyakusishukumisa
Akho magama endifuna ukuwatsho kuwe
Kodwa afuna thina sobabini qha
So sondela kum ndisondele kuwe
Ntliziyo zethu zibetha kanye
Ndizakuthanda ude undikhalimele
Ngoba intliziyo zethu zibetha kanye
Bekizandla emagxeni am
Asivuseleleke ngona phakade
(CHORUS)
Vuthulula ezongcingo
Ezontlungu
Ndifuna nje undi thembe
Yiba ngowami nami ngibengowakho
Ezontlungu
Ndifuna nje undithande
Ndifuna undithembe
Nentlonipho
Ndifuna siphile ngothando
Ndifuna siphile ngoxolo
Nentlonipho
Yithi nje ndikuxelele inyani
Ngoba ngelinye lamalanga
Lizaku ndisindisa
Mehl'wamadala sthandwa sentliziyo yami
Sekudala sagqibelana
Kodw'uthando lona lusasekhona
Lubonakala ebusweni bakho
Imincili yomzimba wam
Yona ifuna wena wedwa qha
Bekisandla emagxeni am
Masiluve olu thando naphakade
Bekisandla emagxeni am
Masivuseleleke ngonaphakade
Ndizozisola
Xandinoyekelelwa nguwe
Ndizozisola xa ndingalahlekelwa nguwe
Masihambe siye kwa ntliziyo ndise
Akho namunye umuntu oyakusishukumisa
Akho magama endifuna ukuwatsho kuwe
Kodwa afuna thina sobabini qha
So sondela kum ndisondele kuwe
Ntliziyo zethu zibetha kanye
Ndizakuthanda ude undikhalimele
Ngoba intliziyo zethu zibetha kanye
Bekizandla emagxeni am
Asivuseleleke ngona phakade
(CHORUS)
Vuthulula ezongcingo
Ezontlungu
Ndifuna nje undi thembe
Yiba ngowami nami ngibengowakho