Home 🎬 Bollywood 🎵 Pakistani 🎤 English Pop

isiphelo (#untitled)

👤 Bongeziwe Mabandla 🎼 iimini ⏱️ 3:26
🎵 799 characters
⏱️ 3:26 duration
🆔 ID: 9637357

📜 Lyrics

Ekugqibileni kwento yonke
M'na ndisakuthanda
Noba asisekho kunye
Lontw'ayitheth'ukuba sendalibala
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Mandibulele ngento yonke
Ondenzele yona
M'na ndilingqina
Lentliziyo yekh' welungile
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
Akwaba, uk'yek'ungicinge (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
Uke u'zinik'ithuba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Sokezo'ngilande kwelinyizwe (Andikwaz' ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)

⏱️ Synced Lyrics

[00:34.67] Ekugqibileni kwento yonke
[00:41.19] M'na ndisakuthanda
[00:47.22] Noba asisekho kunye
[00:51.78] Lontw'ayitheth'ukuba sendalibala
[00:57.81] Amaxesha ami nawe
[01:04.27] Thina sobabini
[01:10.25] Iminyanga eyadlula
[01:16.66] Dlula ndihleli nawe
[01:22.45] Mandibulele ngento yonke
[01:28.92] Ondenzele yona
[01:34.51] M'na ndilingqina
[01:40.51] Lentliziyo yekh' welungile
[01:46.50] Ndiyak' khumbula
[01:51.93] Ndiyak' khumbula
[01:58.22] Ndiyak' khumbula
[02:04.09] Ndiyak' khumbula
[02:09.78] Amaxesha ami nawe
[02:16.72] Thina sobabini
[02:22.24] Iminyanga eyadlula
[02:28.70] Dlula ndihleli nawe
[02:34.40] Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
[02:40.10] Akwaba, uk'yek'ungicinge (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
[02:46.06] Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
[02:51.96] Uke u'zinik'ithuba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
[02:58.05] Sokezo'ngilande kwelinyizwe (Andikwaz' ukuyeka)
[03:04.02] Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
[03:10.07] Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
[03:16.02] Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)

⭐ Rate These Lyrics

Average: 0.0/5 • 0 ratings