Home ๐ŸŽฌ Bollywood ๐ŸŽต Pakistani ๐ŸŽค English Pop

zange

๐Ÿ‘ค Bongeziwe Mabandla โ€ข ๐ŸŽผ iimini โ€ข โฑ๏ธ 3:49
๐ŸŽต 785 characters
โฑ๏ธ 3:49 duration
๐Ÿ†” ID: 9637475

๐Ÿ“œ Lyrics

Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela
Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame
Wayinciba yonke intliziyo yami
Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga

Phambi kok'ba ufike
Ndandingayazi ukuba ndothini
Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando
Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila
Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga

โฑ๏ธ Synced Lyrics

[00:20.48] Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela
[00:29.93] Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame
[00:39.96] Wayinciba yonke intliziyo yami
[00:51.31] Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda
[01:00.77] Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
[01:11.18] Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
[01:21.61] Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
[01:32.08] Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko
[01:41.71] Hlale ndiyicinga
[01:45.75] Hlale ndiyicinga
[01:51.14] Hlale ndiyicinga
[01:56.65] Hlale ndiyicinga
[02:01.78] Hlale ndiyicinga
[02:03.68] Phambi kok'ba ufike
[02:06.74] Ndandingayazi ukuba ndothini
[02:12.08] Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando
[02:23.47] Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila
[02:33.78] Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda
[02:43.34] Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
[02:53.13] Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
[03:03.49] Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
[03:13.06] Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko
[03:22.52] Hlale ndiyicinga
[03:27.57] Hlale ndiyicinga
[03:32.52] Hlale ndiyicinga
[03:37.97] Hlale ndiyicinga
[03:42.70] Hlale ndiyicinga
[03:46.37]

โญ Rate These Lyrics

โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†โ˜†
Average: 0.0/5 โ€ข 0 ratings