Home 🎬 Bollywood 🎡 Pakistani 🎀 English Pop

Ikhaya Iam (feat. Babalwa M, Makhanj & Yallunder)

πŸ‘€ Kelvin Momo β€’ 🎼 Kurhula β€’ ⏱️ 7:48
🎡 990 characters
⏱️ 7:48 duration
πŸ†” ID: 9877156

πŸ“œ Lyrics

Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Ndizakhele izihlobo zam
Ndizi zamele ubomi bam
Yandisa
Khulula umoya wam
Susa ixhala lam
Likude ikhaya lam

Oh bawo andisuka kuwe ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi

Laba bantu ngabam bayandithanda
Bayando mbatha
Naxa ndilila bayand khuthaza
Bakhethelwe mna
Baya khathala ebum' nyameni
Naxa ndisindwa

Likude ikhaya lam (ay hay ay hay ay hay ay hay)
Likude ikhaya lam (ay hay ay hay ay hay ay hay)
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Ndizakhele izihlobo zam
Ndizi zamele ubomi bam
Yandisa
Khulula umoya wam
Susa ixhala lam

Ohh bawo xandisuka kuwe ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi
Zungandiyekeleli khanyisa khanyisa
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
Likude ikhaya lam
LikudΠ΅ ikhaya lam

⭐ Rate These Lyrics

β˜†β˜†β˜†β˜†β˜†
Average: 0.0/5 β€’ 0 ratings